Shows / trufm Current Affairs

Episodes
trufm Current AffairsTRUNEWS @6 - NDLAMBE CITIZEN MOVEMENT Manifesto #LGE26
Nanjengolo kushiyeke iintsuku ezingamashumi amane anesithathu phambi kokuba siye kunyulo loomasipala kwinyanga ye-Nkanga. Imibutho yezopolitiko iyaqhuba…
trufm Current AffairsTRUNEWS @6 - MAKANA CITIZEN FRONT Manifesto #LGE26
Ngoku masijonge umbutho iMakana Citizen Front ukuba uthembisa ntoni kubahlali. Lo ngumbutho wabahlali esele kulithuba usilwela izidingo zoluntu lwaseMakhanda…
trufm Current AffairsTRUNEWS @6 Movement For Change Manifesto #LGE26
Njengoko sikwixesha apho ifuthe lonyulo liphezulu, sincokola nemibutho yezopolitiko ngemiqulu yayo yonyulo equlathe izithembiso zayo yezinto ezakuthi izenze…
trufm Current AffairsTRUNEWS @6 - AZAPO Manifesto #LGE26
Njengoko sikwixesha apho ifuthe lonyulo liphezulu, sincokola nemibutho yezopolitiko ngemiqulu yayo yonyulo equlathe izithembiso zayo yezinto ezakuthi izenze…
trufm Current AffairsNEWS REVIEW| Sara Baartman region 2026 LGE debate #LGE26
Kusasazo olukhethekileyo lwengxoxo-mpikiswano yamaqela ezopolitiko angenele unyulo loomasipala luka-2026, noluzakubajwa ngomhla wesine kweye Nkanga. Kulonyaka…
trufm Current AffairsINTERCHANGE| Smile Foundation's life changing surgeries in Gqeberha.
Umbutho obizwa iSmile Foundation, ubuyisela ukuzithemba nesidima kubantwana, ngotyando oluguqula ubomi babo kwidolophu iGqeberha eMpuma Koloni. Lo mbutho…
trufm Current AffairsTRUNEWS @6| Why is intra-African trade still so low despite the African Continental Free Trade Area being one of the world's largest free-trade areas?
Ngonyaka u-2021 amazwe ase-Afrika angamashumi amahlanu anesine aangena ngokusesikweni kwinkqubo yorhwebo oluphakathi kwamazwe akwilizwekazi i-Afrika. Le nkqubo…
trufm Current AffairsTRUNEWS @6| The Con Court declares the Public Procurement Act invalid
Inkundla yomgaqo siseko yoMzantsi Afrika, igwebe ngelithi inkqubo eyalandelwa yipalamente ukupasisa umthetho olawula inkqubo yentengo karhulumente (Public…
trufm Current AffairsTRUNEWS @6 - Concerns growing amid the ongoing killings of women, despite GBVF being classifies as a National Disaster
Imibutho yoluntu ivakalisa inkxalabo ngokubulawa kwaminina nakubeni nje impatho-mbi esekelezelwe kwisini nokubulawa kwamanina, iGBVF, yachazwa njengentlekele…
trufm Current AffairsTRUNEWS @6 - The South African National Space Agency introduces rural space hubs
Ubuchwepheshe bale mihla benze kubelula ukuba sibenolwazi ze sibone okwenzeka emajuku-jukwini, silapha emhlabeni. Obu buchwepheshe buncediswa luphando…
trufm Current AffairsTRUNEWS @6 - We analyse the latest on the political front
I-ANC ithi iza kubhena ngakwisigqibo senkundla yezonyulo, kulandela isigqibo sale nkundla sokukhaba isibheno salo mbutho ngakwikomishoni yonyulo ezimeleyo. Oku…
trufm Current AffairsTRUNEWS@6-South African BRICS Youth Association, highlights the role of BRICS in creating direct benefits for member countries
Ngamazwe alishumi elinanye aphantsi kweBRICS, nomsebenzi wawo ikukuphuhlisa amazwe kwakunye nokusebenzisana. Lamazwe aquka iBrazil, China, Egypt, Ethiopia…
trufm Current AffairsTRUNEWS@6-Analysis on : ANC NEC member Andile Lungisa takes Mbalula to Court
Kwinqaku lethu lezopolitiko namhlanje, ilungu lesigqeba esiphezulu seANC nomgqatswa kwisikhundla sika sodolophu womasipala ombaxa, iNelson Mandela Bay, uAndile…
trufm Current AffairsNEWS REVIEW| Unpacking EC crime stats, as contact crime cases decline
Kule veki siyiqukumbelayo, inkonzo yesipolisa eMpuma Koloni ikhuphe ingxelo yeenkcukacha-manani zolwaphulo-mthetho zekota yokuqala yonyaka-mali u2026/27. Kuzo…
trufm Current AffairsINTERCHANGE| EC NPO fights crime and substance abuse
Ukunqongophala kwamathuba emisebenzi, ulwaphulo mthetho nokusetyenziswa kweziyobisi, yeminye yemingeni emikhulu kulutsha oluhlala kwiindawo ezisemaphandleni…
trufm Current AffairsINTERCHANGE| Biko's struggle for black emancipation in vain, says AZAPO's Nelvis Qekema
Umongameli wombutho i-AZAPO uNelvis Qekema, uthi unyulo loomasipala oluzakubanjwa ngenyanga yeNkanga kufuneka ibelithuba abantu abantsundu abalisebenzisa…
trufm Current AffairsTRUNEWS @6 - South African Football Association (SAFA) elections
Babini abagqatswa abajonge isikhundla sokuba ngumongameli kumbutho olawula ibhola ekhatywayo, iSouth African Football Association (SAFA). Esi sibini ngugqirha…
trufm Current AffairsTRUNEWS @6 - CONSTITUTION 30FOR30 Campaign
Usapho, indawo yokuhlala okanye indlu yakho, nobomi obungcono ekuhlaleni, zizinto ezikhuselwayo ngumqulu wamalungelo oqulathwe kumgaqo-siseko weloMzantsi…
trufm Current AffairsTRUNEWS @6 - EL NINO phenomenon is looming
Kuvakala ukuba kuza ingqantsini yelanga ngenxa yemo yezulu ebizwa ngokuba nguEl Nino. Kuvakala nokuba izakuba yeyona inamandla kwisithuba seminyaka engaphezulu…
trufm Current AffairsTRUNEWS @6 - Treasury proposes central administrator for R88.6bn in unclaimed assets
Unondyebo woMzantsi Afrika, ucebisa ukuba ilawulwe kwindawo enye kusetyenziswa i Corporation for Pubic Deposits (CPD), imali engange R88.6 bhiliyoni randi…
trufm Current AffairsTRUNEWS @6 - "NKUSI IT Siyasebenza," an application developed to track down ghost workers
Kule veki kwinqaku lethu elijonga ubuchwepheshe, sijonga ukusungulwa kwe-Application encedisa urhulumente kunye necandelo labucala ekukhankanyeni nokusiphula…
trufm Current AffairsTRUNEWS @6 - Competition Commissions's Rural and Township Economy Project
Ikomishoni yokhuphiswano yoMzantsi Afrika, iCompetition Commission, ikhuphe ingxelo ngophando loqoqosho lwasezilalini nasezilokishini. Eyona ndawo ibigxile…
trufm Current AffairsTRUNEWS @6 - The local economy contracted marginally in the second quarter of this year
Lwehle kancinci uhlumo loqoqosho loMzantsi Afrika kwikota yesibini yalo nyaka. Iinkcukacha-manani ezikhutshwe liziko leenkcukacha-manani, iStats SA, zibonisa…
trufm Current AffairsTRUNEWS @6 - The ANC has missed the Candidate Nomination System deadline #LGE26 What does this mean for the party?
Ikomishoni ezimeleyo yonyulo, i-IEC, iyigxininisile into yokuba ayizukuphinda ivule elinye ithuba lokuba imibutho ifake abagqatswa bayo, okanye abagqatswa…
trufm Current AffairsTRUNEWS @6 - The inquest looking into the death of Black Consciousness Movement Leader, Steve Biko, continues
Luyaqhuba uphando ngokusweleka kwenkokheli ye-Black Consciousness Movement, uSteve Biko, kwinkundla ephakamileyo yaseGqeberha. UBiko wasweleka ngonyaka ka1977…
trufm Current AffairsTRUNEWS @6 - Bail application of two men accused of the murder case of former two time boxing world champion, Zolani "Lastborn" Tete
Isicelo sebheyile sabarhanelwa ababini ababandakanyeka ekubulaweni kowayesakuba yintshatsheli yomdlalo wamanqindi kwihlabathi, uZolani "Lastborn" Tete…
trufm Current AffairsNEWS REVIEW| Exploring the psyche of a South African eligible voter #LGE26
Nanjengoko kusele isithuba esingaphantsi kweenyanga ezimbini phambi konyulo loomasipala kweli. Enkqubeni siye sancokola neengcali zonyulo nolawulo loomasipala…
trufm Current AffairsINTERCHANGE| Rotavirus awareness-know the signs of dehydration
Abazali kunye nabo bagcina abantwana, bayabongozwa ukuba baqaphele iimpawu zokungabinamanzi ngokwaneleyo emzimbeni kwabantwana, njengoko intsholongwane…
trufm Current AffairsTRUNEWS @6 - Pitso Mosimane officially unveiled as the Bafana Bafana head coach
Kule veki siyiqukumbelayo umbutho olawula ibhola ekhatywayo eMzantsi Afrika, iSAFA, ibhengeze ngokusesikweni uPitso Mosemane njengomqeqeshi weqela lesizwe…
trufm Current AffairsTRUNEWS @6| At least two thousand candidates miss IEC deadline for local elections #LGE26
Yimibutho engamashumi amane anesihlanu engakwazanga ukufaka abagqatswa bayo kwinkqubo yekomishoni yonyulo ezimeleyo. Oku kuthetha ukuba bangaphezulu kwamawaka…
trufm Current AffairsTRUNEWS @6 - The ANC urges the IEC to urgently investigate technical failures on the Online Candidate Nomination System #LGE26
I-ANC ihlabe ikhwelo kwikomishoni yezonyulo ezimeleyo, i-IEC ngamafuphi, ukuba iphande ngokukhawuleza ngamagingxingxingi obuchwepheshe bonxibelelwano ethi…
trufm Current AffairsTRUNEWS @6 - Eastern Cape builds on Tri-Province Tourism partnership with the Free State and Northern Cape provinces to grow the sector
Iphondo iMpuma Koloni lizibophelele ekomelezeni intsebenziswano kwezokhenketho namaphondo iFreystata, kwakunye noMntla Koloni. Le ntsebenziswano ijoliswe…
trufm Current AffairsTRUNEWS @6| COSATU concerned by delays on recruiting 10 thousand labour inspectors
Umfela-ndawonye weemanyano zabasebenzi iCOSATU, uthi uxhalabile kukungaqeshwa kwabahloli abaqinisekisa ukuthotyelwa kwemigaqo-nkqubo yezengqesho. Ngethuba…
trufm Current AffairsTRUNEWS @6 - The Impeachment committee has rescinded its decision of appointing Adv Thandazani Madonsela as evidence leader
Ikomiti yasePalamente ejongene nenkqubo yokususwa kukamongameli esikhundleni igqibe kwelokuba isiqwalasele ngokutsha isiphakamiso sayo ngokuchongwa…
trufm Current AffairsTRUNEWS @6 - A new study shows how the cost-of-living crisis is increasingly forcing consumers to access dangerous, illegal lenders
Uphando lwakutsha nje lubonisa ukuba lenyukile inani labantu ababoleka imali koomatshonisa abangabhaliswanga. Nanjengoko uqoqosho loMzantsi Afrika…
trufm Current AffairsTRUNEWS @6 - The Constitutional Court has dismissed the application for review by former Presidents Jacob Zuma and Thabo Mbeki
Inkundla yomgaqo-siseko isikhabile isicelo sabo babesakuba ngoomongameli, uJacob Zuma kwakunye noThabo Mbeki, sokuba ujaji Sisi Khampepe azikhwebule nje…
trufm Current AffairsTRUNEWS @6 - Last day of registering Customary Marriages at Home Affairs
Ibilusuku lokugqibela namhlanje lokuba abo batshate umtshato wesiNtu bayo kubhalisa kwiSebe lemicimbi yekhaya. Oku kubhaliswa kwale mitshato kwaqala ngomhla…
trufm Current AffairsNEWS REVIEW| SA government encourages early-retirement to reduce the public sector's wage bill
Urhulumente woMzantsi Afrika uyaqhuba nokumilisela inkqubo yokukhuthaza ukuba abasebenzi baseburhulumenteni abasondele kwiminyaka yokuthatha umhlala-phantsi…
trufm Current AffairsTRUNEWS "6- UK vows support for Ukraine despite threats from Russia
Kule veki inkulumbuso yase-United Kingdom u-Andy Burnham, ibenotyelelo kwilizwe i-Ukraine. Olu lutyelelo lwakhe lokuqala lwamazwe aphesheya kolwandle, kwaye…
trufm Current AffairsTRUNEWS @6| Meta to settle R287 billion settlement over alleged harm to children on Facebook & Instagram
Inkampani uMeta elawula amakhasi onxibelelwano, uFacebook kunye no-Instagram ithiwe nka umdliwo wemali ebalelwa kwi-R287 billion yinkundla yaseMelika ngenxa…
trufm Current AffairsTRUNEWS @6| Investment on electric vehicles advances SA's green industrialisation agenda.
Lenyuke ngokuphinda-phindeneyo inani lokuthengiswa kwezithuthi ezihamba ngokusebenzisa umbane eMzantsi Afrika, kwikota yokuqala yalo nyaka. Nanjengoko abaqhubi…
trufm Current AffairsTRUNEWS @6| When do you invoke your right against self-incrimination?
Ngokomgaqo-siseko weloMzantsi Afrika, abatyholwa banelungelo lokuba bangathethi okanye benze into enokubarhintyela kumatyala olwaphulomthetho. Oku sikubone…
trufm Current AffairsTRUNEWS @6 - Mobile device repair programme for SA youth
Intswela-ngqesho isengomnye wemingeni emikhulu eMzantsi Afrika, ingakumbi kubantu abatsha abasokolayo ukufumana amathuba emisebenzi. Inkqubo yokulungiswa…
trufm Current AffairsTRUNEWS @6 - Money Smart Week South Africa (MSWSA) 2026
I-ofisi kanondyebo wesizwe, ngokubambisana negunyabathu elijongene nendlela aziphatha ngayo amacandelo emali, iFSCA, kwakunye nekomiti ejongene nokufundiswa…
trufm Current AffairsTRUNEWS @6 - A symposium on post-school education, entrepreneurship and alternative pathways into the labour market
Njengoko usengumngeni umba wentswela-ngqesho eMpuma Koloni, nakweli lizwe jikelele, ibhunga elijongene noqoqosho, iEastern Cape Socio-Economic Consultative…
trufm Current AffairsTRUNEWS @6 - State of SA municipalities ahead of the 2026 Local Government Elections #LGE26
Nanjengoko uMzantsi Afrika ulindele ukubamba unyulo loorhulumente basekhaya lwalo nyaka, umongameli we-ANC, uCyril Ramaphosa, unike abo banqwenela ukuba…
trufm Current AffairsTRUNEWS @6 - An International Call for Freedom of Religion and Fair Trial
Umbutho iSouthern African Leaders Coalition for Faith, Freedom and Justice, umemelela ingqwalasela yamazwe ngamazwe kumba wenkululeko kwezenkolo, isidima…
trufm Current AffairsNEWS REVIEW| National Government asked to intervene in EC unemployment crisis.
Iphondo iMpuma Koloni lelinye lamaphondo eMzantsi Afrika elineqondo eliphezulu lentswela-ngqesho. Sithetha nje limi ku-47.5% iqondo lentswela-ngqesho kwikota…
trufm Current AffairsINTERCHANGE-The death of former two time world boxing champion, Zolani Tete
Silele ngobusuku bayizolo ngendaba zokusweleka kwentshatsheli yehlabathi uZolani " Last Born" Tete. UTete noneminyaka engamashumi amathathu anesibhozo…
trufm Current AffairsTRUNEWS @6 - Bafana Bafana coach negotiations
Iqela le Bafana Bafana alikabinaye umqeqeshi oyintloko sithetha nje. Oku kusemva koku thatha umhlala phantsi kuka Hugo Broos obengumqeqeshi weliqela lesizwe…
trufm Current AffairsTRUNEWS @6 - Zambia elections analysis
Kuvakala ukuba inkokheli yombutho ophikisayo eZambia, uBrian Mundubile, ithi iza kucela umngeni enkundleni kwiziphumo zonyulo lwakutshanje, kwisikhundla…
trufm Current AffairsTRUNEWS @6 - Can gender bias gap be bridged by AI in the workplace?
Kusabonakala kuyingxaki ukungalingani phakathi kwamadoda nabasetyhini kwixesha esiphila kulo, ingakumbi kwiindawo zengqesho nalapho ingamadoda afumana…
trufm Current AffairsTRUNEWS @6 - South Africa's illicit alcohol market accounts for 18% of alcohol sold in the country
Imalike yotywala bomgunyathi eMzantsi Afrika iya ikhula ngesantya esothusayo. Uphando olutsha luqikelela ukuba i-18% yotywala obuthengiswayo kweli lizwe bo…
trufm Current AffairsTRUNEWS @6 - Parliament's Impeachment committee has resolved to obtain legal advise after it received a letter from President Cyril Ramaphosa
Ikomiti ejongene nokususwa kukamongameli kwisikhundla sakhe, igqibe kwelokuba ifumane ingcebiso yezomthetho emva kokufumana imbhalelwano esuka kumongameli…
trufm Current AffairsTRUNEWS @6 - Procurement challenges remain a major factor in project delays in the Eastern Cape
Ukulibaziseka kwenkqubo yokuthengwa kweenkonzo nezinto (procurement), kubonwa njengenye yezinto eziphambili ezibangela ukuba iiprojekthi zeziseko ezingundoqo…
trufm Current AffairsTRUNEWS@6 SADC CHAIR ANALYSIS
UMzantsi Afrika uthathe ngokusesikweni isikhundla sikasihlalo kumazwe eSADC. Ngethuba lentetho yakhe yokwamkela esisikhundla, umongameli uCyril Ramaphosa…
trufm Current AffairsTRUNEWS@6 NCC introducing a law that will prevent marketers on making unsolicited calls
Ikomishoni kazwelonke yabathengi iceba ukwazisa umthetho oza kuthintela iinkampani ezithengisa iimveliso neenkonzo ukutsalela umnxeba abathengi ngaphandle…
trufm Current AffairsTRUNEWS @6 - ECDOE has launched the Mabafunde Bonke Project: Grades R–3 Literacy Support Programme
ISebe lezemfundo eMpuma Koloni, ngokubambisana nephulo elibizwa iFLOAT consortium, bebesindleke iphulo elibizwa iMabafunde Bonke, neyinkqubo yokuxhasa abafundi…
trufm Current AffairsTRUNEWS @6 - An analysis of Zambia elections
Luyaqhuba unyulo kwilizwe lase Zambia nalapho ezigqatsela isikhundla kwakhona umongameli u Hakainde Hichilema, oneminyaka engamashumi amathandathu anesine…
trufm Current AffairsTRUNEWS @6 - CANSA warns that the country is facing an avalanche of cancer incidents
Umbutho ojongene nesifo somhlaza, iCancer Association of South Africa, iCANSA, ulumkisa ngelithi ilizwe lijongene nokwanda kwesifo somhlaza. Uthi uqikelela…