skinny.

Latest / trufm Current Affairs

INTERCHANGE| Biko's struggle for black emancipation in vain, says AZAPO's Nelvis Qekema

Umongameli wombutho i-AZAPO uNelvis Qekema, uthi unyulo loomasipala oluzakubanjwa ngenyanga yeNkanga kufuneka ibelithuba abantu abantsundu abalisebenzisa ukutshintsha iimeko ezingekho mgangathweni abaphila phantsi kwazo, kule minyaka ingapha kwamashumi amathathu idlulileyo. Uthi olu tshintsho ingasesona sipho sihle kumzabalazo walowo wayeyinkokheli ye-Black Consciousness Movement, uSteve Bantu Biko. UBiko wabulawa ngurhulumente wenkqubo yengcinezelo ngolu suku, ngonyaka ka-1977 (12 September 1977). UQekema uthi umgangatho wempilo yabantu abamnyama emva kokufumana inkululeko, ubonisa ukuba…

The skinny

The skinny isn't ready yet — notes appear once the transcript is processed.