skinny.

Latest / trufm Current Affairs

TRUNEWS @6 - Parliament's Impeachment committee has resolved to obtain legal advise after it received a letter from President Cyril Ramaphosa

Ikomiti ejongene nokususwa kukamongameli kwisikhundla sakhe, igqibe kwelokuba ifumane ingcebiso yezomthetho emva kokufumana imbhalelwano esuka kumongameli uCyril Ramaphosa, nalapho avakalisa ukungoneliseki kwakhe ngalowo kugqitywe kwelokuba uza kukhokela ubungqina kule komiti. Kwintlanganiso yokugqibela yale komiti, yagqiba kwelokuba indulule kusomlomo wepalamente, uThoko Didiza, ukuba kuchongwe u-Adv Thandazani Madonsela njengoza kukhokela ubungqina. Kule ncwadi, uRamaphosa uvakalise amathandabuzo akhe ephawula izihlandlo ezimbini apho umdla wabucala kaMadonsela uye wangquzulana nomsebenzi…

The skinny

The skinny isn't ready yet — notes appear once the transcript is processed.