skinny.

Latest / trufm Current Affairs

TRUNEWS @6| Why is intra-African trade still so low despite the African Continental Free Trade Area being one of the world's largest free-trade areas?

Ngonyaka u-2021 amazwe ase-Afrika angamashumi amahlanu anesine aangena ngokusesikweni kwinkqubo yorhwebo oluphakathi kwamazwe akwilizwekazi i-Afrika. Le nkqubo ibizwa ngokuba yi-African Continental Free Trade Area, lelona qonga likhulu lorhwebo kwihlabathi ngokwamazwe athatha inxaxheba kulo, kwaye injongo yayo kukuphakamisa ukuzimela kwe-Afrika kuqoqosho ingaxhomekeki kumazwe angaphandle kuyo, ukwehlisa irhafu yentengo kwiimveliso zorhwebo phakathi kwala mazwe, nokucutha imigaqo engumqobo kwinkqubo yorhwebo. Emva kweminyaka emihlanu, iqondo lorhwebo kweli qonga lisesezantsi kakhulu, kuba…

The skinny

The skinny isn't ready yet — notes appear once the transcript is processed.