skinny.

Latest / trufm Current Affairs

NEWS REVIEW| Sara Baartman region 2026 LGE debate #LGE26

Kusasazo olukhethekileyo lwengxoxo-mpikiswano yamaqela ezopolitiko angenele unyulo loomasipala luka-2026, noluzakubajwa ngomhla wesine kweye Nkanga. Kulonyaka, iingxoxo mpikiswano zethu zigxila koomasipala benqila/sithili, hayi oomasipala basekhaya, njengoko besisenza ngaphambili. Kule nkqubo uYolanda Kambile kunye no-Ayabonga Kekana bakhokele ingxoxo-mpikiswano egxile kwinqila yase-Sarah Baartman enoomasipala abasixhenxe phantsi kwayo, umasipala iNdlambe, iMakana, iSundays River Valley, iKouga, iKoukamma, iBlue Crane kunye ne-Dr Beyer Naude. Bonke aba masipala baphantsi komasipala wesithili…

The skinny

The skinny isn't ready yet — notes appear once the transcript is processed.