Latest / trufm Current Affairs

NEWS REVIEW| SA government encourages early-retirement to reduce the public sector's wage bill
Urhulumente woMzantsi Afrika uyaqhuba nokumilisela inkqubo yokukhuthaza ukuba abasebenzi baseburhulumenteni abasondele kwiminyaka yokuthatha umhlala-phantsi ukuba bawuthathe lingekafiki ixesha labo, i-early retirement. Eli lilinge lokucutha inkcitho karhulumente kwimivuzo nexabisa umyinge ka-32-point-one percent ekhulwini. Nangona kunjalo, kukho inkxalabo yokuba oku kuzakubanefuthe elibi kwicandelo laseburhulumenteni, kuba eli candelo lizakuphulukana nabasebenzi abanamava, umthwalo womsebenzi uzakongezeleka kwabo bashiyeke ngasemva; oku kuchaphazele umgangatho weenkonzo urhulumente azisa…
The skinny
The skinny isn't ready yet — notes appear once the transcript is processed.