Latest / trufm Current Affairs

TRUNEWS @6 - Can gender bias gap be bridged by AI in the workplace?
Kusabonakala kuyingxaki ukungalingani phakathi kwamadoda nabasetyhini kwixesha esiphila kulo, ingakumbi kwiindawo zengqesho nalapho ingamadoda afumana ingqwalasela kakhulu kwizinto ezifana nezikhundla eziphezulu, nemivuzo ethe xhaxhe. Oku kunefuthe elikhulu kwi artificial intelligence, noninzi ebelulindele ukuba ingancedisa ukukuphelisa, kuphelise nomkhethe. Kodwa kusabonakala kusenzima oko njengokuba kwaa inkqubo ezi ze AI zibonisa impembelelo yomsebenzi wamandulo, kuba yenziwe ziinkcukacha ebezikade zikho kwixesha elingaphambili. Kwinkomfa ebibanjwe yibhodi ejongene nolawulo lokuthengwa…
The skinny
The skinny isn't ready yet — notes appear once the transcript is processed.