Shows / trufm Current Affairs

Episodes
trufm Current AffairsDISABILITY POD
Icandelo elijongene namalungelo abantu ababandazeleke ngokwamalungu omzimba eMpuma Koloni, libambisene norhulumente wephondo liza kusungula inyanga yamalungelo…
trufm Current AffairsNUMSA NEC STRIPS JIM ANC CHIRWA OFF THEIR POWERS
Ikomiti yesigqeba solawulo ye NUMSA iwohluthile amagunya kunobhala jikelele walombutho u Irvin Jim, umongameli u Andrew Chirwa, kunye anamanye amalungu olawulo…
trufm Current AffairsTRUNEWS @6 - Breaking down the revise White Paper and understanding its purpose
Kulindeleke kubekho utshintsho olukhulu kwindlela oomasipala abaxhaswa ngayo ngemali nabalawulwa ngayo. Urhulumente uthatha amanyathelo okuqulunqa ngokutsha…
trufm Current AffairsTRUNEWS @6 - Concerns are mounting over access to essential medicines
Sele isisithuba sonyaka sukela uMongameli weli waseka iqela elijongene nokusombulula ingxaki yokuqongophala kwamayeza kweli lizwe. Nangona kunjalo, kusekho…
trufm Current AffairsPublic Protector's suprise visit to the Eastern Cape
Umkhuseli woluntu u Kholeka Gcaleka wenze utyelelo kwisibhedlele i Livingstone nesibhedlele saseGcuwa kuleveki iphelileyo, njengenxalenye yephulo lomkhuseli…
trufm Current AffairsINTERCHANGE| Dr Noma Mbeki Foundation offers bursaries academically and financial deserving students.
Njengoko abafundi bebanga leshumi bebhala iimviwo zokuphela konyaka, kuninzi okuthi kubehlele ngelixesha okufana noxinezelelo lwengqondo, umva ndendwa kwakunye…
trufm Current AffairsINTERCHANGE| EC Health department introduces digital admin system to at least 100 health facilities
Kwilinge likarhulumente lokugcina iinkcukacha zezigulane. Isebe lezempilo eMpuma Koloni lazise inkqubo entsha yokusebenzisa yobuchwepheshe bale mihla…
trufm Current Affairs2026 LGE debate focusing on the Nelson Mandela Bay Metro #LGE26
trufm & UMhlobo Wenene political debate held at Nelson Mandela Bay Metro.
trufm Current AffairsTRUNEWS@6-AFRICAN RATING AGENCY
Amazwe aseAfrika amanyeneyo iAU, amisele i-arhente ethekelela indlela uqoqosho oluqhuba ngayo xa kuthelekiswa namanye amazwe. Ngonyaka ka-2018 iAU yaxhasa…
trufm Current AffairsTRUNEWS@6-2026 Local Government Elections Media Coverage Insights #LGE26
Sekulithuba mphulaphuli sishukuxa imiba yezonyulo, sakuphathela neengxoxo-mpikiswano zemibutho yezopolitiko ezigqatsela unyulo, phakathi kwezinye izinto…
trufm Current AffairsTRUNEWS@6-ATM President, Prof Caesar Nongqunga has expressed satisfaction with the party's progress since its inception eight years ago
Umongameli weqela lezopolitiko i-ATM, uNjingalwazi Ceasar Nongqunga, uthi uxolile yinkqubela, nomgama osele uhanjwe ngumbutho wakhe kwiminyaka esibhozo susela…
trufm Current AffairsTRUNEWS@6- EC residents urged to be on the lookout for signs of Mpox
Abahli base Mpuma Koloni bayabongozwa ukuba baqaphele iimpawu zesifo i Mpox. Oku kuza emva kokuba isebe lezempilo kuzwelonke libhengeze ukuba bangamashumi…
trufm Current AffairsTRUNEWS@6-Chris Hani District Municipality political debate #LGE26
Outside broadcast: Political debate at Chris Hani District Municipality hosted by trufm Ayabonga Kekana and UMhlobo Wenene Siphosethu Nonganga.
trufm Current AffairsTRUNEWS @6 - ELECTION WEDNESDAY: We take a closer look at the voting process, and the ballots voters can expect at the voting station on Election Day #LGE26
Kusele iintsuku ezilishumi elinesine phambi konyulo loomasipala luka-2026. Basondele kumashumi amathathu ezigidi abemi beli ababhalisele ukuvota kolu nyulo…
trufm Current AffairsTRUNEWS@6-Finance Minister Enoch Godongwana says government has crossed the most difficult part of managing the fuel price shock
Siye sathetha nengcali yezoqoqosho norhulumento uGqirha Asanda Fotoyi, nophuma kwiziko-mfundo iWits. Oku kusemva kokuba umphathiswa wemicimbi yemali, u-Enoch…
trufm Current AffairsTRUNEWS @6 - Reported cases of gastrointestinal illnesses among students at Rhodes University in Makhanda in the EC
Luyaqhuba uphando kwiYunivesithi iRhodes, eMakhanda kwiMpuma Koloni, kulandela ukugula kwabafundi abangaphezulu kwekhulu sisigulo apho abanye bebetyatyaza…
trufm Current AffairsTRUNEWS @6 - SIBANYE (WE ARE ONE) MANIFESTO #LGE26
Ukanti sizakuthetha nophuma kumbutho i Sibanye ( We Are One) nongenela unyulo phantsi komasipala ombaxa i Nelson Mandela Bay. U-Amanda Xhala udlene indlebe…
trufm Current AffairsTRUNEWS @6 - Expectations from political parties ahead of the tabling of MTBPS
Amanye amaqela ezopolitiko ePalamente afuna umphathiswa wesebe lemicimbi yemali u Enoch Godongwana, aqwalasele umba wokwenyuka kweendleko zamafutha ezithuthi…
trufm Current AffairsTRUNEWS @6 - A 65-year old woman dies after a shark attack kuGompo
Umasipala ombhaxa iBuffalo City ulumkise abahlali ngelithi bangaqubhi kwiilwandle i-Orient ne-Eastern beach, eMpuma Koloni. Lo masipala ukwathi abantu…
trufm Current AffairsTRUNEWS @6 - Coega Steels to create 300 new direct jobs in the EC after securing a 500 million rand investment
Inkampani iCoega Steels eMpuma Koloni iphehlelele iziko elixabisa amakhulu amahlanu ezigidi zeerandi, eGqeberha namhlanje. Olu tyalomali kulindeleke ukuba…
trufm Current AffairsTRUNEWS @6 - PEOPLE'S POWER MANIFESTO #LGE26
Ukanti sizakuthetha nophuma kumbutho iPeople's Power nongenela unyulo phantsi koMasipala oMbaxa iNelson Mandela Bay,eMpuma Koloni. U-Amanda Xhala udlene…
trufm Current AffairsTRUNEWS @6 - DEMOCRATIC MOVEMENT MANIFESTO #LGE26
Nanjengoko unyulo loorhulumente basekhaya lusemnyango nje, namhlanje sithe masikhe sikuthathe sikuse ku Ward 31, kumasipala ombhaxa iNelson Mandela Bay. Le…
trufm Current AffairsTRUNEWS @6 -CHRIST KINGDOM PARTY MANIFESTO #LGE26
Ngoku masive kumbutho iChrist Kingdom Party, ukuba abahlali baseNelson Mandela Bay banokuwuvotela ungenza ntoni ukuguqula imeko kulo masipala. U-Amanda Xhala…
trufm Current AffairsTRUNEWS @6 - ALL CITIZENS PARTY MANIFESTO #LGE26
Iyaqhuba imibutho yopolitiko ukugaya inkxaso ngelilungiselela unyulo loomasipala oluzayo ngomhla wesine kweyeNkanga kulonyaka. Phakathi kwalemibutho ingenela…
trufm Current AffairsNEWS REVIEW| Making sense of the Con Court judgement on IEC vs ANC matter.
Inkundla yomgaqo-siseko igwebe ngecala le-ANC, nalapho ivumele ukuba abagqatswa balo mbutho abayi-181 nabebekhatyiwe ngaphambili yikomishoni ezimeleyo…
trufm Current AffairsINTERCHANGE| Minister, Blade Ndzimande visits the Science and Technology Park at the East London IDZ
Umphathiswa wezenzululwazi nobuchwepheshe, uGqirhalwazi Blade Nzimande, uthi ukuthengwa kweenkqubo zobuchwepheshe kumazwe ehlabathi, nebezinakho ukuveliswa…
trufm Current AffairsINTERCHANGE| IEC extends an opportunity to submit candidate lists to 32 political parties
Ikomishoni ezimeleyo yezonyulo, i-IEC, ilandisile ithuba lokufakwa koluhlu lwabagqatswa yimibutho engamashumi amathathu anesibini ekwimeko efanayo ne-ANC…
trufm Current AffairsTRUNEWS @6 - SA businesses lose billions of rands due to US trade tariff hikes
Kuvakala ukuba amashishini athumela iimveliso zawo eMelika ajongene nelahleko ezibhiliyoni eziphindaphindeneyo zeerandi, ngenxa yobudlelwane borhwebo…
trufm Current AffairsTRUNEWS@6-Analysis on the Concourt judgement
Inkundla yomgaqo siseko igwebe ngecala le ANC kumba wabagqatswa abangazange bafakwe kuluhlu labagqatswa kwi IEC. Lo mbutho uye wacel'umngeni kwisigqibo…
trufm Current AffairsTRUNEWS @6 - ANC members and supporters excited about the Concourt judgement
Ehlile amaphaphu kumalungu nabaxhasi be-ANC kwiphondo iMpuma Koloni, kulandela isigwebo senkundla yoMgaqo-siseko, negwebe ngecala lalo mbutho. I-ANC…
trufm Current AffairsTRUNEWS@6-Constitutional Court has ruled in favour of the ANC
Inkundla yomgaqo-siseko igwebe ngecala le-ANC, nalapho ivumele ukuba abagqatswa balo mbutho abayi-181, nabebekhatyiwe ngaphambili yikomishoni ezimeleyo…
trufm Current AffairsTRUNEWS@6-Understanding the ballot paper in the #LGE26
Ngomhla wesine kweyeNkanga, abavoti abaselungelweni bazakuthatha inxaxheba kunyulo loomasipala lwalo nyaka. Xa befika kwizikhululo zokuvota, bambi bazakunikwa…
trufm Current AffairsTRUNEWS @6 - Mike Shingange has been elected as the new president of COSATU
UMike Shingange wonyulwe nje ngomongameli omtsha womfelandawonye wemibutho yabasebenzi, i COSATU, kulandela ukupatyalaka kwenkongolo yalo mfelandawonye…
trufm Current AffairsTRUNEWS @6 - Judgment reserved in the matter between EFF, the African Legal Professionals Association and the Parliament's Impeachment Committee.
Sinkonyiwe isigwebo kumba weKomiti yePalamente ejongene nokushenxiswa kuka Mongameli, sokuchitha isigqibo sayo sokutyumba uAdvocate Thandazani Madonsela…
trufm Current AffairsTRUNEWS@6-IEC briefing on special votes and preparations for the 4 November #LGE26 polls
Ikomishoni ezimeleyo yezonyulo, i-IEC, ithi iya kunyanzeleka ukuba ijongane neendleko ezimandla ukuba inkundla yomgaqo-siseko igweba ngecala le-ANC, nalapho…

trufm Current AffairsINTERCHANGE| Is rainwater actually safe for human consumption?
Uphando lweziko-mfundo iYunivesithi Walter Sisulu eMpuma Koloni lufumanise ukuba amanzi emvula asetyenziswa kumakhaya amaninzi awakhuselekanga xa ethelekiswa…
trufm Current AffairsTRUNEWS@6-In conversation with an independent at Chris Hani district municipality #LGE26
Eminye yemiba eyaphakanyiswayo ngethuba ikomiti yasepalamente yayityelele umasipala Inxuba Yethemba, eNxuba, phantsi komasipala wesithili iChris Hani, ngumba…
trufm Current AffairsTRU NEWS @6| Calls for WHO to declare the climate crisis a public health emergency concern
Iimfunalwazi zeziko lemfundo iWits kwicandelo elibizwa iPlanetary Health Research, kwakunye namanye amaziko amanye amazwe angoogxa beliziko, bamemelela…
trufm Current AffairsTRUNEWS@SIX: THE INDEPENDENTS MANIFESTO #LGE26
umbutho The Independents, nogayela inkxaso kumasipala i Enoch Mgijima ophantsi komasipala wesithili iChris Hanii, oquka iidolophu ezifana neKomani, Cofimvaba…
trufm Current AffairsTRUNEWS @6 - Calls for more transparency and legal framework when forming coalitions at local government level
Iingcali zimemelela ukwenziwa kwezinto elubala nesiseko somthetho xa kusekwa ulawulo lweendibanisela, kwisigaba sorhulumento loomasipala. Oku kuza ngethuba…
trufm Current AffairsTRUNEWS @6 - An update on the TRC Cases Inquiry and the scheduled appearance of former Presidents
Ababesakuba ngoomongameli, uThabo Mbeki noJacob Zuma, kulindeleke ukuba bavele phambi kophando lwamatyala enyaniso noxolelwaniso kwezi veki zimbini zizayo…
trufm Current AffairsTRUNEWS @6 - Parties and labour call for urgent government relief on fuel price hike
Imibutho yezopolitiko neyabasebenzi, imemelela ungenelelo olungxamisekileyo lukarhulumente ekukhuseleni abathengi nanjengoko uluntu loMzantsi Afrika…
trufm Current AffairsNEWSREVIEW| 2026 LGE debate focusing on the OR Tambo region in the EC #LGE26
Kwinkqubo-ndaba uNews Review sikuphathela ingxoxo-mpikiswano yamaqela ezopolitiko angenele unyulo loomasipala luka-2026 kwinqila i-OR Tambo eMpuma Koloni…
trufm Current AffairsINTERCHANGE-EC film production, Village Cinema Line (Pty) Ltd, to bring EC stories to the world
Inkampani ezimeleyo evelisa imiboniso bhanyabhanya iVillage Cinema Line (Pty) Ltd, eMpuma Koloni, ingena kwisigaba esitsha sokwandisa imiboniso yalapha ekhaya…
trufm Current AffairsGREAT KEI MOVEMENT MANIFESTO #LGE26
Umbutho iGreat Kei Community Movement ngumbutho okumasipala iGreat Kei nongumasipala ophantsi kwe-Amathole District Municipality. Lo mbutho yeminye yemibutho…
trufm Current AffairsPhakama Adelaide Movement manifesto #LGE26
Kusele iintsuku ezingamashumi amathathu anesine phambi ko nyulo looMasipala basekhaya. Njengoko siqhuba nokukhweba amaqela ezopolitiko, namhlanje sibize…
trufm Current AffairsTRUNEWS@6-Mthatha Ratepayers and Residents Association Manifesto #LGE26
Namhlanje, omnye wemibutho esizakuncokola nayo ngumbutho wabahlali baseMthatha, iMthatha Ratepayers and Residents Association. Lo mbutho uzigqatsel'unyulo…
trufm Current AffairsTRUNEWS@6-UNITED RESIDENTS FRONT #LGE26
Masive kumbutho iUnited Residents Front ozigqatsele unyulo nawo kumasipala iKSD. UAmanda Xhala uncokola no-Nwabisa Nyoka...
trufm Current AffairsTRUNEWS@6-PHAKAMA EASTERN CAPE MANIFESTO#LGE26
Kwimiqulu yezithembiso yemibutho, masamkele ngoku umbutho iPhakama Eastern Cape. Lo ngumbutho osemtsha nosekwe kunyaka ophelileyo njengombutho omele abahlali…
trufm Current AffairsTRUNEWS@6-AFRICAN UNEMPLOYED CONGRESS MANIFESTO #LGE26
Umbutho iAfrican Unemployment Congress, ungomnye yemibutho ezigqatsela isikhundla phantsi kwabanye bomasipala be-OR Tambo District Municipality. UAmanda Xhala…
trufm Current AffairsTRUNEWS@6- African Socio Economic Party Manifesto #LGE26
Umasipala wesithili iOR Tambo ngomnye woomasipala besithili abathandathu kwiphondo iMpuma Koloni. Kuqikelelwa ukuba bangaphezulu kwesigidi abantu abahlala…
trufm Current AffairsNEWS REVIEW| 2026 LGE debate focusing in the Alfred Nzo region in the EC #LGE26
Namhlanje olu lusasazo lukhethekileyo lwengxoxo-mpikiswano yamaqela ezopolitiko angenele unyulo loomasipala luka-2026 noluzakubajwa ngomhla wesine kuNovember…
trufm Current AffairsINTERCHANGE: Township & Rural Economic Development Agency summit
I-Arhente yophuhliso loqoqosho lwasezilokishini nasezilalini (TREDA) isingathe umsitho wesibini wonyaka kwiKomkhulu lamaXhosa eNqadu kuGatyane eMpuma Koloni…
trufm Current AffairsINTERCHANGE: BOOK REVIEW: "When tradition bleed", by Dr Xolani Msila
Kuphicotho ncwadi lwaleveki U Ayabonga Kekana uncokola no Gqirha Xolani Msila, ongumbhali wencwadi enesihloko sithi "When the Tradition Bleeds." UGqirha Msila…
trufm Current AffairsTRU NEWS @6| Employing undocumented foreign nationals may become a costly affair for SA companies and households.
Uluntu lunesithuba senyanga ukuba bavakalise uluvo lwabo kuhlenga-hlengiso lomthetho-sihlomelo wezengqesho, i-Employment Services Amendment Bill. Lo mthetho…
trufm Current AffairsTRU NEWS @6| Bonginkosi Sondiyazi contests LGE as an independent candidate in Umzimvubu #LGE26
Nangengoko siqhuba nokumema imibutho yezopolitiko kuquka nabagqatswa abazimeleyo kunyulo loomasipala luka-2026. Namhlanje enkqubeni sincokole no-Bonginkosi…
trufm Current AffairsTRU NEWS @6| Andisa Mncunzwa contests LGE as an independent candidate in Matatiele #LGE26
Nangengoko siqhuba nokumema imibutho yezopolitiko kuquka nabagqatswa abazimeleyo kunyulo loomasipala luka-2026. Namhlanje enkqubeni sincokole no-Andisa…
trufm Current AffairsTRUNEWS @6 - MAKANA UNITED CIVIC MOVEMENT Manifesto #LGE26
Sele siqalisile ukuva ifuthe lonyulo nanjengoko kusele nje isithuba senyanga phambi konyulo loorhulumente bamakhaya, noluza kubanjwa ngomhla wesine kwinyanga…
trufm Current AffairsTRUNEWS @6 - THINA BAHLALI PEOPLE'S MOVEMENT Manifesto #LGE26
Siyaqhuba nokuthetha nemibutho yezopolitiko emitsha engenela unyulo loomasipala lwalo nyaka. Sisahleli kumasipala iNdlambe oquka iidolophu ezifana ne-Cawa…