Latest / trufm Current Affairs

NEWS REVIEW| Making sense of the Con Court judgement on IEC vs ANC matter.
Inkundla yomgaqo-siseko igwebe ngecala le-ANC, nalapho ivumele ukuba abagqatswa balo mbutho abayi-181 nabebekhatyiwe ngaphambili yikomishoni ezimeleyo yezonyulo, emva kokungeniswa kwamagama abo emva kwexesha ebelisikiwe, ukuba bafakwe kwakho kuluhlu lwabagqatswa. Le nkundla ikwavumele ukwamkelwa kwengxelo efungelweyo efakwe emva kwethuba, ngelithi olu libaziseko lube luncinane, izizathu eziye zafakwa ziyanelisa, kwaye ayikhange idale ukuba kwenzelwe ifeya icala elinye. Esi sigwebo senkundla yomgaqo-siseko, sijika isigqibo senkundla echophela imiba yonyulo neyagweba ngakwicala lekomishoni…
The skinny
The skinny isn't ready yet — notes appear once the transcript is processed.