Latest / trufm Current Affairs

TRUNEWS @6 - Judgment reserved in the matter between EFF, the African Legal Professionals Association and the Parliament's Impeachment Committee.
Sinkonyiwe isigwebo kumba weKomiti yePalamente ejongene nokushenxiswa kuka Mongameli, sokuchitha isigqibo sayo sokutyumba uAdvocate Thandazani Madonsela njengokhokela ubungqina. Umbutho weEFF nowezomthetho iAfrican Professional Association, icel'umngeni kwesi sigqibo kwiNkundla ephakamileyo eNtshona-Koloni, isithi ukuchithwa kwesi sigqibo akukho semthethweni kwaye akufanelekanga. Le komiti ichithe esi sigqibo emva kwembalelwano kaMongameli uCyril Ramaphosa, apho atyhola ngamathuba okubakho kokukheth'icala kuMadonsela kuba ethe wamkhupha kwiKomishoni yobulungisa, iJudicial Service Commission…
The skinny
The skinny isn't ready yet — notes appear once the transcript is processed.