Latest / trufm Current Affairs

TRUNEWS@6-Constitutional Court has ruled in favour of the ANC
Inkundla yomgaqo-siseko igwebe ngecala le-ANC, nalapho ivumele ukuba abagqatswa balo mbutho abayi-181, nabebekhatyiwe ngaphambili yikomishoni ezimeleyo yezonyulo ukuba bazigqatse kunyulo loorhulumente basekhaya oluza kubanjwa ngomhla wesine kwinyanga ezayo. Le nkundla ikwavumele ukwamkelwa kwengxelo efungelweyo efakwe emva kwethuba, ngelithi olu libaziseko lube luncinane, izizathu eziye zafakwa ziyanelisa, kwaye ayikhange idale ukuba kwenzelwe ifeya icala elinye. Usosiba-jikelele we-ANC, uFikile Mbalula, uye wafikelwa lufefe ngethuba ethetha namajelo eendaba emva kwesi sigwebo, waze waquleka…
The skinny
The skinny isn't ready yet — notes appear once the transcript is processed.