skinny.

Latest / trufm Current Affairs

TRUNEWS@6-Understanding the ballot paper in the #LGE26

Ngomhla wesine kweyeNkanga, abavoti abaselungelweni bazakuthatha inxaxheba kunyulo loomasipala lwalo nyaka. Xa befika kwizikhululo zokuvota, bambi bazakunikwa iimpepha zokuvota ezimbini, ngethuba abanye bezakunikwa ezintathu. Njengenxalenye yamanqaku ethu angonyulo, sibize ikomishoni ezimeleyo yezonyulo ukuba isincede sifunde ngokuba umvoti uzakunikwa ii-ballot papers ezimbini okanye ezintathu xa kutheni? UAmanda Xhala uncokole nosekela manejala we-IEC eMpuma Koloni, uMasindi Mosehana

The skinny

The skinny isn't ready yet — notes appear once the transcript is processed.