skinny.

Latest / trufm Current Affairs

TRUNEWS "6- UK vows support for Ukraine despite threats from Russia

Kule veki inkulumbuso yase-United Kingdom u-Andy Burnham, ibenotyelelo kwilizwe i-Ukraine. Olu lutyelelo lwakhe lokuqala lwamazwe aphesheya kolwandle, kwaye olu tyelelo lubonwa lubaluleke kakhulu ekuqiniseni ubudlelane obuphakathi kwalamazwe mabini. Ibe kolu tyelelo apho uBurnham ethe i-UK izakuxhasa i-Ukraine ngezixhobo zokulwa kwimfazwe eqhubayo phakathi kwayo nelizwe iRussia. Yinto ke le iRussia engayamkelanga kwaphela, kuba ikhuphe isigrogriso sokuba izakuhlasela iinkampu zomkhosi wase-UK ukuba iyaqhubeka nokuxhasa i-Ukraine ngezixhobo. Inokuba yintoni ebangela ukuba i-UK ifune ukuxhasa…

The skinny

The skinny isn't ready yet — notes appear once the transcript is processed.