skinny.

Latest / trufm Current Affairs

TRUNEWS @6 - The ANC has missed the Candidate Nomination System deadline #LGE26 What does this mean for the party?

Ikomishoni ezimeleyo yonyulo, i-IEC, iyigxininisile into yokuba ayizukuphinda ivule elinye ithuba lokuba imibutho ifake abagqatswa bayo, okanye abagqatswa abazimeleyo emva kwexesha ebelibekiwe. Ngo Mvulo, iANC ikhuphe imbalelwano echaza ukuba lo mbutho uye wajongana neengxaki zobuchwepheshe kwinkqubo yeIEC, ngethuba ufaka abanye abagqatswa bayo ngaphambi kwexesha lokuvalwa kwesisigaba, intsimbi yesihlanu ngomhla wamashumi amabini anesibhozo kwinyanga ephelileyo. Ngethuba sincokola neIEC kwiveki ephelileyo, ithe akukhonto ibonakalisa ukuba kubeneengxaki kwinkqubo yayo yokufaka abagqatswa…

The skinny

The skinny isn't ready yet — notes appear once the transcript is processed.