skinny.

Latest / trufm Current Affairs

TRUNEWS @6 - An analysis of Zambia elections

Luyaqhuba unyulo kwilizwe lase Zambia nalapho ezigqatsela isikhundla kwakhona umongameli u Hakainde Hichilema, oneminyaka engamashumi amathandathu anesine ubudala. u Hichilema ubengumongameli kwelilizwe ngonyaka u 2021 ethatha iintambo ku Edgar Lungu ongasekhoyo. Namhlanje sisabona iqhuba imbambano phakathi kukamongameli nosapho lukaLungu nabaxhasi babo, nangona sele wasweleka kunyaka ophelileyo apha eMzantsi Afrika u Lungu. Urhulumente wase Zambia waya enkundleni ukuzama ukuthintela umngcwabo ka Lungu, ngelixa usapho lwakhe lwalungafuni ukuba umongameli u Hichilema azimase lomngcwabo…

The skinny

The skinny isn't ready yet — notes appear once the transcript is processed.