Shows / trufm Current Affairs

Episodes
trufm Current Affairs30 Minutes Live | Study calls for the formalisation of the taxi industry
Uphando ngoshishino lweeteksi zaseMzantsi Afrika ( Minibus taxi industry) olwenziwe yi-university yase Fort Hare, eMpuma Koloni, lugxile kwindima yeli candelo…
trufm Current Affairs30 MINUTES LIVE | Department of Employment and Labour has urged construction companies to prioritise hiring South Africans
Isebe lemisebenzi nezengqesho libongoza iinkampani zabakhi (construction) ukuba ziqale ngokuqesha abemi boMzantsi Afrika. Esisimemelelo siza emva kokuba…
trufm Current Affairs30 MINUTES LIVE | Government employees voice their unhappiness over the Government Employees Medical Scheme 9.8 percent hike.
Abasebenzi baseburhulumenteni nabangamalungu enkqubo ye-medical aid uGEMS abaxolanga sisigqibo sokunyuswa kwexabiso abalihlawulela ezi nkonzo ngomyinge…
trufm Current Affairs30 MINUTES LIVE | EFF - SACP BILATERAL MEETING
Kubonakala ngokungathi uqhogwano lwakuba likhubalo imibutho yezopolitiko elusebenzisayo ukufuna impumelelo. Intlanganiso ebiphakathi kwe-EFF kunye ne-SACP…
trufm Current Affairs30 MINUTES LIVE - Learners' battle rage in Komani school has resulted to two learners to be hospitalised
Umbhodamo oqhambuke kwisikolo samabanga aphakamileyo iNdlovukazi kuKomani eMpuma Koloni, ubangele ukonzakala kwabafundi ababini ekuye kwanyanzekela ukuba…
trufm Current Affairs30 MINUTES LIVE - COPE leader Mosiuoa Terror Lekota has died
Ayaphokoka amazwi ovelwano emva kokusweleka kwenkokheli yombutho weCOPE, uMosiuoa Terror Lekota. uLekota uzalelwe kwidolophu yaseKroonstad eFreystata ngo1948…
trufm Current AffairsNCC initiated an investigation on certain sanitary pads and panty liners that may contain harmful chemicals
Ikomishoni kazwelonke ejongene neemfuno zabathengi izakuzenzela olwayo uphando ngezixhobo ezisetyenziswa ngamanina xa esexexheni (Menstrual pads and…
trufm Current AffairsNEWS REVIEW - We are unpacking the state of the Eastern Cape provincial address by the Premier
Kwiveki ephelileyo, iNkulu-baphathiswa yePhondo iMpuma-Koloni, uOscar Mabuyane, iwise intetho yobume bePhondo eBhisho. Kule ntetho uMabuyane ugxile…
trufm Current AffairsINTERCHANGE - Mother tongue that took centre stage at 2026 African Languages conference in Ghana this week
Umbutho ongenzi nzuzo kurhulumente nogxile kwimiba yophuhliso yeelwimi kumaziko ophuhliso lwabantwana abaselula eMzantsi Afrika, iFunda Wande, ubuyinxalenye…
trufm Current AffairsINTERCHANGE - South African Agricultural Awards (SAAA))
Icandelo lezolimo eMzantsi Afrika, iSouth African Agriculture, lizakubamba umsitho weembasa ozakuwonga amafama ngegalelo lawo kumsebenzi weemveliso zolimo…
trufm Current AffairsTRUNEWS @6 - Sobukwe memorial lecture
Bube sesithatheni ubomi nomqela owashiywa ngongasekhoyo owayelitsha-ntliziyo elalinxamnye nengcinezelo, likwa ngumseki wombutho iPAC, uRobert Sobukhwe…
trufm Current AffairsTRUNEWS @6 - SOPA EC
Inkulu baphathiswa yeMpuma Koloni uOscar Mabuyane, ithi urhulumente weliphondo uzakwenza konke okusemandleni ukubuyisa imisebenzi eyi-32-thousand nelahleke…
trufm Current AffairsTRUNEWS @6 - Paul Mashatile will step up to lead the ANC, if asked to
Usekela mongameli weANC, uPaul Mashatile, uthi ukuba kungavela ithuba lokuba azigqatsele ukukhokela lombutho, leyo yinto angayichasanga. UMashatile ebencokola…
trufm Current AffairsTRUNEWS @6 - Budget analysis
Ukuphucuka kuqokelelo lwengeniso kwenze ukuba urhulumente arhoxise ukwenyuka obekucwangcisiwe kwirhafu, nobekumashumi amabini eebillion zeerandi. Oku kuvele…
trufm Current AffairsTRUNEWS @6 - COSATU reacts to the Budget Speech
Umfela-ndawonye wemibutho yabasebenzi, iCOSATU, uthi uxolile luhlahlo-lwabiwomali oluwiswe ngumphathiswa wemicimbi yezemali, uEnoch Godongwana, epalamente…
trufm Current AffairsNEWS REVIEW - State of South African Defence Force and its deployment to assist SAPS in combating crime
Isibhengezo sokuthunyelwa kwamajoni kumaphondo amathathu ukuncedisana namapolisa ukulwa ulwaphulo mthetho kwakunye namaqela oonqevu, kuze nezimvo ezahlukileyo…
trufm Current AffairsINTERCHANGE - Preview of SANDF Arms Day in Thohoyandou
Owayesakuba yi Brigadier General yomkhosi wokhuselo weloMzantsi Afrika, iSADF, uthi inkqubo yokudibanisa umkhosi wokhuselo weli, imikhosi yamaphandle…
trufm Current Affairs30 MINUTES LIVE - SADTU outraged at SACE's decision to impose a monthly subscription fee to educators
Imanyano yooTishala kweli iSADTU, imemelela ukuba iSouth African Council for Educators (SACE), irhoxise imali yobulungu yenyanga ekumele ihlawulwe ziititshala…
trufm Current Affairs30 MINUTES LIVE - Suspended Deputy Police Commissioner, General Shadrack Sibiya continues to testify at the Madlanga Commission
Onqunyanyisiweyo njengosekela-mkomishinala wamapolisa uGeneral Shadrack Sibiya, uyaqhuba nokunika ubungqina kwikomishini yophando kaMadlanga ePitoli. USibiya…
trufm Current Affairs30 MINUTES LIVE - 𝗨𝗙𝗦 𝘀𝘁𝘂𝗱𝘆 𝗱𝗲𝘁𝗲𝗰𝘁𝘀 𝗵𝗼𝗿𝗺𝗼𝗻𝗲-𝗱𝗶𝘀𝗿𝘂𝗽𝘁𝗶𝗻𝗴 𝗰𝗵𝗲𝗺𝗶𝗰𝗮𝗹𝘀 𝗶𝗻 𝗺𝗲𝗻𝘀𝘁𝗿𝘂𝗮𝗹 𝗽𝗿𝗼𝗱𝘂𝗰𝘁𝘀
Uphando olutsha olwenziwe liziko lemfundo ephakamileyo iUniversity of Free State, luveze inkxalabo enkulu engempilo ngokungqamene nezixhobo ezisetyenziswa…
trufm Current Affairs30 MINUTES LIVE - EC loses more jobs
Ngokweenkcukacha-manani ezikhutshwe liziko leenkcukacha-manani, iStats SA, iphondo iMpuma Koloni lelona phondo linelona qondo lixhomileyo le ntswela-ngqesho…
trufm Current AffairsTRUNEWS @6 - COGTA Deputy Minister, Dickson Masemola, says the Coalition Bill must be finalized as soon as possible
Usekela-mphathiswa weSebe lolawulo ngentsebenziswano nemicimbi yemveli, uDickson Masemola, uthi umthetho oyilwayo ongqamene noorhulumente benkazathi…
trufm Current AffairsTRUNEWS @6 - The national Department of Health says the rollout of Lenacapavir, a six month HIV prevention injection, will happen in six provinces anytime between April and June this year
ISebe lezempilo kuzwelonke lithi ukukhutshwa kwesigonyo seenyanga ezintandathu, iLenacapavir, nesithintela intsholongwane ka gawulayo, kuzakwenziwa kumaphondo…
trufm Current AffairsTRUNEWS @6 - Former TRC Commissioner, Yasmin Sooka's testimony to the TRC inquiry
Inkqubo yophando ngamatyala ekomishoni yenyaniso noxolelwaniso, iTRC, kumele iqwalasele owayesakuba yintloko yegunyabantu lezotshutshiso iNPA, uShamila Batohi…
trufm Current Affairs30 MINUTES LIVE - Parents are to protest outside Noncampa Primary School today
Abazali besikolo samabanga aphantsi iNonkcampa eQonce, kulindeleke ukuba babambe uqhankqalazo namhlanje, bekhalaza ngokungaselwaso kwezikhalazo zabo liSebe…
trufm Current Affairs30 MINUTES LIVE - The case against three people accused of murdering an e-hailing driver in Pretoria has been postponed to next Monday for further investigations in the Pretoria Magistrate's Court.
Bayalile ibheyile abatyholwa abathathu, abayanyaniswa nokubulawa komqhubi we e-hailing, kwinkundla kamantyi yasePitoli. Iingxelo zamapolisa ezingekagqibeleli…
trufm Current Affairs30 MINUTES LIVE - The Da in the Nelson Mandela Bay metro is calling for an urgent intervention to address escalating gang violence in the Northern Areas
Umbutho iDemocractic Alliance ubambe umgcelele namhlanje kuMasipala ombaxa iNelson Mandela bay, ngeenjongo zokumemelela ungenelelo ekulweni ubudlobongela…
trufm Current AffairsCOSATU SONA EXPECTATIONS
Ngokuhlwa nje kulindeleke umongameli wo-Mzantsi Afrika uCyril Ramaphosa enze intetho engobume belizwe, iState Of the Nation Address ePalamente eKapa. Phakathi…
trufm Current Affairs30 MINUTES LIVE - Pupils from a Ntabankulu school boycotted classes for the whole of last week in a desperate bid to get scholar transport
Abafundi besikolo iNdile Senior Primary kuNtabankulu eMpuma Koloni, bayekile ukuya eskolweni kule veki iphelileyo bekhalazela ukungabikho kwezithuthi…
trufm Current AffairsSAECDTU addresses injustices faced by grade R teachers
Imanyano yabasebenzi kwicandelo lemfundo i South African Childhood Development Teachers United, iye kwinkundla ephakamileyo yase Pitoli inyanzelisa ukuba…
trufm Current AffairsNEWS REVIEW - Artisanal Mining in South Africa and its impact on the human rights of surrounding communities
Ukombiwa kwemigodi ngumntu okanye liqela labantu eMzantsi Afrika, nababizwa amaxesha amaninzi ngokuba ziiZama Zama, akukho mthethweni, kuba kwenziwa ngabantu…
trufm Current AffairsTRUNEWS @6 - Shoprite Group extends 2026 bursary intake as applications open
Inkampani yakwaShoprite ivule ithuba lokuxhasa ngemali abafundi abazakwenza izifundo ezifana ne Retail Business Management, iAccounting phakathi kwezinye. Le…
trufm Current Affairs30 Minutes live | DA MP Kohler Barnard to testify before the Ad Hoc Committee today
Ilungu lepalamente le DA u Diane Kohler Barnard, lilindeleke ukuba livele phambi kwekomiti yepalamente ephanda ungenelelo lwepolitiki namaqela oonqevu…
trufm Current Affairs30 MINUTES LIVE - Adv Andy Mothibi's appointment as new NDPP challenged
Inkampani yamagqwetha i-B Xulu & Partners Incorporated, ibhenele kwinkundla ephakamileyo yaseRhawutini ngelifuna ukuba le nkundla ibekele bucala isigqibo…
trufm Current AffairsDept of employment and labour intends to classify artists as standard employees
Isebe lezemisebenzi nengqesho likhuphe isimemelelo sokuba abantu bavakalise uluvo lwabo ngakwiinjongo zelisebe zokuba abasebenza kwicandelo lobugcisa bachazwe…
trufm Current Affairs30 MINUTESLIVE| Amathole District Municipality faces drought
Umasipala wesithili i-Amathole eMpuma Koloni, ujamelene nomngeni wokunqongophala kwamanzi. Yilonto lo masipala ukhuphe isilumkiso kuluntu ukuba lusebenzise…
trufm Current Affairs30MinutesLive-Deregistration of three private higher institutions
Acinyiwe kuluhlu lwamaziko emfundo ephakamileyo abucala, amaziko afana ne-City Varsity kwakunye ne-ICESA City Campus. Oku kusemva kokuba umphathiswa wesebe…
trufm Current Affairs30MinutesLive-KZN Hawks Head, Major-General Lesetja Senona continues with his testimony at the Madlanga Commission
Intloko ye-Hawks KwaZulu-Natal uMajor-General Lesetja Senona, iyaqhuba nokunikeza ubungqina kwikomishoni kaMadlanga nephanda izityholo zorhwaphilizo…
trufm Current AffairsNEWS REVIEW| The unconstitutionality of Section 10(2) of the Recognition of Customary Marriages Act 120 of 1998 explained...
The Constitutional Court declined to confirm an order of constitutional invalidity made by the High Court which declared Section 10(2) of the Recognition of…
trufm Current Affairs30MinutesLive-Portfolio Committee on Mineral and Petroleum Resources conducts oversight visits focusing on the impact of illegal sand mining within the Nelson Mandela Bay Metropolitan Municipality
Ikomiti ejongene nezimbiwa epalamente ibambe utyelelo lokuhlola ifuthe lokombiwa ngokungekho mthethweni kwesanti, kumasipala ombaxa iNelson Mandela Bay. Oku…
trufm Current Affairs30 MINUTES LIVE - Madlanga commission back in action today
Kukho ingqina elitsha namhlanje kwikomishoni kaMadlanga emva kokuba ibithathe ikhefu kwinyanga ephelileyo. Ingqina lokugqibela kulekomishoni kunyaka…
trufm Current Affairs30MinutesLive-Three teachers have died after a shooting incident in Ntabankulu Primary School in the EC
Isebe lezemfundo eMpuma Koloni lingqinile ukuba ititshala yesithathu yesikolo samabanga aphantsi iNtabankulu, iswelekile. Oku kulandela isehlo sokudutyulwa…
trufm Current Affairs30 Minutes Live| Section 10(2) of Customary Marriages Act explained
The Constitutional Court declined to confirm an order of constitutional invalidity made by the High Court which declared section 10(2) of the Recognition of…
trufm Current Affairs30MinutesLive-Home Affairs Department is conducting public hearings for the Draft Revised White Paper on Citizenship, Immigration and Refugee Protection
Isebe lemicimbi yezekhaya libambe indibano yokufumana uluvo loluntu ekuqulunqweni kwephepha elihlahlela ukumiliselwa komgaqo-nkqubo olawula ukubhaliswa kobumi…
trufm Current Affairs30 MINUTES LIVE - Former IPID Head, Robert McBride expected to appear before the Ad Hoc Committee
Uvela phambi kwekomiti yethutyana yasepalamente ephanda ngongenelelo lolwaphulomthetho, urhwaphilizo, nopolitiko kwinkonzo yezobulungisa, owayesakuba yintloko…
trufm Current Affairs30 MINUTES LIVE - World Economic Forum is underway in Davos
Iyaqhuba indibano eliqonga lokunxibelelana kwamazwe, amashishini kunye nabatyali-mali ngeenjongo zokwakha ubudlelane boshishino, ukudalwa kwemisebenzi…
trufm Current Affairs30 Minutes Live| Buffalo City Metro's fight against cable theft 'syndicate'
The Buffalo City Metro in the Eastern Cape working with its law enforcement services and the South African Police Service have arrested about nine people…
trufm Current Affairs30 MINUTES LIVE - The dangers and consequences of vigilantism
Ngabantu abalishumi elinesihlanu eDebe Nek kwiMpuma Koloni abagwetywe isigwebo sobom ngamatyala amane okubulala, kwakunye neminyaka engamashumi amathathu…
trufm Current Affairs30MinutesLive-Flood-hit communities have been classified as a national disaster
Umphathiswa wentsebenziswano ngorhulumento uVelenkosini Hlabisa, ubhengeze imo yonxunguphalo kwazwelonke, emva kwezikhukhula ezintlithe amaphondo iLimpopo…
trufm Current Affairs30 MINUTES LIVE- Universities only have space for about 230 000 students, leaving a shortfall of over 100 000 students that can't be accommodated.
Inkqubo yemfundo ephakamileyo eMzantsi Afrika ijongene nengxaki yokuxinana kakhulu, ngenxa yezicelo ezingaphezulu kweendawo ezikhoyo. Amaziko emfundo…
trufm Current Affairs30 MINUTES LIVE - EC school readiness for the 2026 academic year
Zivulwe ngokusesikweni izikolo namhlanje kumaphondo onke elizwe loMzantsi Afrika. ISebe lezemfundo kwiphondo iMpuma Koloni lithi likulungele ukuqhuba nonyaka…
trufm Current Affairs30 MINUTES LIVE - Ongoing water crisis in Buffalo City Metro.
Abahlali kuMasipala ombaxa iBuffalo City basaqhubeka nokujongana nomngeni wokuqongophala kwamanzi, ukucima nokubuyiselwa kwawo rhoqo, kunye nenkxalabo enkulu…
trufm Current Affairs30 MINUTES LIVE - The Competition Commission continues to monitor schools' adherence to school uniform guidelines with regards to agreements with retails and suppliers
Ngonyaka ka-2021, ikomishoni ephanda, ilawule, ze ivavanye indlela amashishini awenza ngayo ushishino, iCompetition Commission, yapapasha imigaqonkqubo echaza…
trufm Current Affairs30 MINUTES LIVE - We look at how matric learners can be supported by their parents as they are anxiously waiting for their results and the support SADAG provides
Balinde ngexhala noloyiko abafundi ebebebhala iimviwo zebanga leshumi kunyaka ophelileyo, njengoko bezakufumana iziphumo zabo ngomso. Ngokuhlwa namhlanje…
trufm Current AffairsAn analysis of ANC's 114th birthday and relevance.
I-ANC ibibambe umbhiyozo wokusekwa kwalo mbutho ngonyaka ka-1912, wokubugqiba iminyaka elikhulu elineshumi elinesine wasekwayo. Le mibhiyozo ibibanjelwe…
trufm Current Affairs30MinutesLive-National Consumer Commission has announced the recall of a specific batch of Nestle NAN Special Pro HA infant formula
Ikomishoni ejongene neemfuno zabathengi, iNational Consumer Commission, ibhengeze ukumiswa kokuthengiswa kwemveliso yobisi lweentsana iNestle NAN. Kwaye le…
trufm Current Affairs30 Minutes live: NSFAS concludes all funding decisions for 2026.
Iziko lengxowa-mali exhasa abafundi kumaziko emfundo ephakamileyo uNSFAS, libhengeze ukuqukumbela inkqubo yokwamkela izicelo zokuxhasa abafundi kunyaka…
trufm Current AffairsNew NDPP appointment
Uzakuqala ukukhokela igunya bantu lezotshutshiso uAdvocate Andy Mothibi ngomhla wokuqala kweyoMdumba ( February). Umongameli uCyril Ramaphosa wonyule uAdvocate…
trufm Current AffairsSTATE OF RECONCILIATION
Isimo soxolo noxolelwaniso eMzantsi Afrika sisabonwa njengenkqubo esaqhubayo enobuzaza nesele ikwazile ukuzisa uxolo nokuhlalelana, kodwa isajamelene nemingeni…
trufm Current Affairs30 minuteslive: The Black Lawyers Association (BLA) has thrown its weight behind Justice Department Minister Mmamoloko Kubayi's call for mandatory lifestyle audits for prosecutors.
Umbutho wamagqwetha i-Black Lawyers Association, uyasixhasa isimemelelo sika mphathiswa wesebe lezobulungisa uMmamoloko Kubayi, sokuba ibesisinyanzelo ukuba…