Latest / trufm Current Affairs

TRUNEWS @6 - COGTA Deputy Minister, Dickson Masemola, says the Coalition Bill must be finalized as soon as possible
Usekela-mphathiswa weSebe lolawulo ngentsebenziswano nemicimbi yemveli, uDickson Masemola, uthi umthetho oyilwayo ongqamene noorhulumente benkazathi, iCoalition Bill ngolwasemzini, kufuneka uqukunjelwe ngokukhawuleza. UMasemola ugxininise ukubaluleka kokupasiswa kwalo mthetho uyilwayo kunyaka wokubanjwa konyulo, ukuze ube semthethweni khon' ukuze ube ngumkhombandlela koomasipala abalawulwa ngenkazathi. Lo mthetho uyilwayo ujoliswe ekwenzeni ukuba ulawulo ngenkazathi phakathi kwamaqela ezopolitiko luqamangele ngokomthetho, usazisa inani elifunekayo kwizihlalo zebhunga, kwaye unciphisa nenkqubo…
The skinny
The skinny isn't ready yet — notes appear once the transcript is processed.