Latest / trufm Current Affairs

30 MINUTES LIVE - Adv Andy Mothibi's appointment as new NDPP challenged
Inkampani yamagqwetha i-B Xulu & Partners Incorporated, ibhenele kwinkundla ephakamileyo yaseRhawutini ngelifuna ukuba le nkundla ibekele bucala isigqibo sikaMongameni Cyril Ramaphosa, sokuchonga u-Advocate Andy Mothibi njengentloko entsha yegunya-bantu lezotshutshiso, iNPA. UMothibi nobekhokela icandelo elikhethekileyo lophando iSIU, uchongwe ngumongameli kunyaka ophelileyo ukuba akhokele i-NPA, nanjengoko ixesha lika-Advocate Shamila Batohi kule ofisi lifikelele esiphelweni, emva kweminyaka elishumi exhuzula imikhala. UAyabonga Kekana emnxebeni uncokola nengcali yezomthetho, u-Advocate…
The skinny
The skinny isn't ready yet — notes appear once the transcript is processed.