Latest / trufm Current Affairs

NEWS REVIEW - Artisanal Mining in South Africa and its impact on the human rights of surrounding communities
Ukombiwa kwemigodi ngumntu okanye liqela labantu eMzantsi Afrika, nababizwa amaxesha amaninzi ngokuba ziiZama Zama, akukho mthethweni, kuba kwenziwa ngabantu abangenazo iilayisenisi zokwenza lo msebenzi. Ukugrunjwa kwemigodi ngaba bantu kusoloko kusayanyaniswa nolwaphulomthetho, kuquka impilo yaba bombi-mgodi nokhuseleko lwabo, ifuthe loku kolusingqongileyo, ukusetyenziswa kwabantwana abaselula nodushe kolu shishino. Kuloko ikomishoni yamalungelo oluntu kweli, iSAHRC ngamafuphi, urhulumente kwanuye nabo bathabatha inxaxheba kulo mba, begqibe kwelokuba babambe uphando olugxile kumgqaqo-nkqubo…
The skinny
The skinny isn't ready yet — notes appear once the transcript is processed.