Shows / trufm Current Affairs

Episodes
trufm Current AffairsBudget Speech preview
Namhlanje umphathiswa wesebe lemicimbi yemali uEnoch Godongwana ulindeleke enze intetho yohlahlo lwabiwo mali. Kwinyanga ephelileyo, lentetho yaye yamiswa…
trufm Current Affairs30 MINUTES LIVE - Labour unions have warned government not to renege on the 5.5 percent wage offer
Iimanyano zabasebenzi zilumkise urhulumente ukuba angakhe alinge acinge ngokurhoxisa ukwenyuswa kwemivuzo yabasebenzi. Imifela ndawonye yabasebenzi kuquka…

trufm Current AffairsGenesis of South Africa-USA diplomatic stand off
Buthande ukuba muncu ubudlelane bezozakuzo phakathi koMzantsi Afrika nelizwe laseMelika, susela ethabathe imikhala yolawulo isihlandlo sesibini njemongamei…
trufm Current AffairsProposed name changes at Buffalo City Municipality
Ibhodi yezenkcubeko kwisebe lezemidlalo nobugcisa, ibambisene nekomiti ejongene notshintsho lwamagama eMpuma Koloni, kunye nekomiti yomasipala ombaxa i Buffalo…
trufm Current AffairsNelson Mandela Municipality embarks on electricity disconnections
Kumalinge okuzama ukwakha umaspala ozinzileyo ngokwezimali umpaspala ombaxha iNelson Mandela Bay namhlanje usungule iphulo lokufumana imali etyalwa lo maspala…
trufm Current AffairsYOUTH INDABA
Kwilinge lokuza nesisombululo kumngeni wentswela-ngqesho echaphazela ulutsha eMzantsi Afrika, nokuqinisekia ukuba ulutsha lweli lusebenzisa izakhono netalente…
trufm Current AffairsDA visit to the USA
Umbutho iDemocratic Alliance uqukumbele utyelelo lwawo lweveki eMelika eWashington DC. Bathi injongo yolutyelelo kukuzinzisa ubudlelane phakathi koMzantsi…
trufm Current AffairsEC Economic development through assistance to farmers
Isebe lezolimo, lize nephulo elitsha lokuphakamisa uhlumo lwezoqoqosho lwephondo iMpuma Koloni, ngokuthi luncede amafama asakhasayo. Eliphulo liza emva kokuba…
trufm Current AffairsG20 Anti-Corruption Working Group with SIU
Abaphathiswa bamazwe ohlukileyo nabajongene nemiba yorhwaphilizo, bangungelene kwiphondo leNtshona Koloni, kwintlanganiso eyaziwa ngeG20 Anti-Corruption…
trufm Current AffairsWorld Bank says SA needs to make changes in their BEE laws.
Ibhanka yehlabathi ithi uMzantsi Afrika mawuphelise inkqubo ye-Black Economic Empowerment uhlaziye nemithetho elawula umakulinganwe, kubunini nolawulo…
trufm Current AffairsEC community workers against government austerity
Iqela lamanesi aangena kwinkqubo yoqeqesho ngo 2024 eMpuma Koloni, limgxeke kabukhali urhulumente wephondo ngokumilisela amanyathelo okucutha inkcitho kwisebe…
trufm Current AffairsBullying a schools at a rise
Isebe lemfundo esisiseko kuzwelonke liveze ukuba zingapha kwamakhulu amahlanu iziganeko zokuxhatshazwa kwabafundi, ubukhulu becala ngabanye abafundi kwizikolo…
trufm Current AffairsCreation of a R500 million Spaza Shop Support Fund by Minister Ndabeni
Umphathiswa wesebe lophuhliso lwamashishini amancinci, uStella Ndabeni, ubhengeze ingxowa mali ye-500 million rand ukuxhasa iivenkilana zasekuhlaleni. Lengxowa…
trufm Current AffairsDepartments come to gather to help student after appendicitis surgery
Isebe lezemfundo nophuhliso lwentlalo eMpuma Koloni, abambene ngezandla ngelokunceda umfundi oneminyaka elishumi elinesibhozo ubudala wakwilokishi iMotherwell…
trufm Current AffairsOver 500 cases of bullying have been reported this year
Isebe lemfundo esisiseko kuzwelonke liveze ukuba zingapha kwamakhulu amahlanu iziganeko zokuxhatshazwa kwabafundi, ubukhulu becala ngabanye abafundi kwizikolo…
trufm Current AffairsNEWS REVIEW - Fees Must Fall Movement, 10 years on
Sele iyiminyaka elishumi sukela oko abafundi kumaziko emfundo ephakamileyo kweli loMzantsi Afrika bathi bemisa ngxi yonke into, beqhankalaza. Olu qhankqalazo…
trufm Current AffairsINTERCHANGE - An initiave to support local livestock farmers in the Amahlathi Local Municipality
Umlimi oqeqeshwe kwiYunivesithi yaseNelson Mandela eMpuma Koloni, uzakuvula iziko lokuqala elizakuba namayeza okukhathalela imfuyo, nelidingeka ngamandla…
trufm Current AffairsEC Govt officials extorting gueshouse for cashback
Kukho izityholo zabasebenzi baseburhulumenteni ekuthiwa banyanzelisa ukuhlawulwa imali ngabanini beendawo zokulala, iGuest Houses. Kutyholwa ngokuba le mali…
trufm Current AffairsTRUNEWS @6 SOBUKWE
Nanjengoko sele iyiminyaka engamashumi amane anesixhenxe walishiyayo eli uRobert Sobukwe, iDyunivesiti iNelson Mandela ihlabe ikhwelo lokuba iinkokheli…
trufm Current AffairsSASSA fraudsters and authenticity of SRD websites
Kurhaneleka ukuba kukho iqela labantu abangabasebenzi kwiArhente yezibonelelo zikarhulumente uSASSA, neliqhuba izenzo zobuqhophololo kule arhente. Ingxelo…
trufm Current AffairsTRUNEWS @6 - The implementation of funding model aimed at accommodating the "missing middle"
Usihlalo wekomiti yemfundo ephakamileyo epalamente uTebogo Letsie, ukholelwa ukuba inkqubo yokuxhasa abafundi ngemali iyakuncedisa kakhulu ekuxhaseni abafundi…
trufm Current AffairsMakhanda Municipality plans to bring changes
Umasipala osezingxakini i Makana ulindeleke ukuba wenze iinguqu kulawulo, achaze namaphulo amatsha azakusombulula imingeni ejongene nalomasipala. Kweminye…
trufm Current AffairsComission for Gender Equality report on EC schoolgirls pregnancy
Ikomishoni kamakulinganwe ngokwesini ikhuphe ingxelo yophando ediza ukuba izikolo ezithile zeMpuma Koloni, zinyanzelisa abafundi abangamantombazana ukuba…
trufm Current AffairsHAND,FOOT AND MOUTH DESEASE
Zilishumi iziganeko zesifo sochwane kwizandla, iinyawo, nenyebethu, ezingqiniweyo eMonti eMpuma Koloni uzakuthi ga ngoku. U Ayabonga Kekana ubambe udliwano…
trufm Current AffairsNEWS REVIEW - EC Premier, Oscar Mabuyane, unpacks his State of the Province Address
Inkulu-baphathiswa yephondo iMpuma Koloni, u-Oscar Mabuyane, ibibambe intetho yayo engobume bephondo ngoLwesihlanu, neyiyintetho yakhe yokuqala phantsi…
trufm Current AffairsINTERCHANGE - International Mother Tongue Day celebrated at Nonkcampa Primary School
Izolo ihlabathi belibhiyozela usuku lwamazwe ngamazwe olugxile kulwimi lwebele, i-International Mother Tongue Day ngolwasemzini. Uphando lubonisa ukuba…
trufm Current AffairsSASSA ASSIST POSTBANK
USASSA ukwiphulo lokuncedisa iPostbank ekutshintshweni kwamakhadi egolide abe ngamakhadi amnyama. Liye landiswa ixesha lokuwatshintsha, ukuya kumhla wamashumi…
trufm Current AffairsNew Brighton state mortuary continue to operate despite prohibition
Isebe lezabasebenzi liyalele ukuvalwa kweziko loqhaqho-zidumbu ( forensic pathology services facility) eNew Brighton eGqeberha, ngenxa yokungacokeki kwalo…
trufm Current AffairsTRUNEWS @6 - MK Party reacts to the postponement of the Budget Speech
Umbutho ophikisayo nongowesithathu ngobukhulu kwipalamente yeloMzantsi Afrika, uMkhonto Wesizwe Party, uphefumle ngokumiswa kwentetho yohlalo lwabiwo-mali…
trufm Current AffairsTRUNEWS @6 - We analyse VAT increase implications on ordinary South Africans
Inqunyanyiselwe umhla weshumi elinesibini kwinyanga ezayo intetho yohlahlo-lwabiwomali yomphathiswa wemicimbi yezemali, u-Enoch Godongwana. Oku kulandela…
trufm Current AffairsEconomic expectations ahead of budget speech
Nanjengoko kulindeleke ukuba uMphathiswa uGodongwana emva kwemini athi thaca uhlahlo lwabiwo-mali lonyaka mali ka-2025/26, kulindeleke aze namaqhinga okucutha…
trufm Current AffairsEC Government student historical debt relief
URhulumente wephondo iMpuma Koloni ngokusebenzisana necandelo labucala, baphehlelele iphulo lokuncedisa ukuhlawulela abafundi ityala abanalo kumaziko emfundo…
trufm Current AffairsNational Minimum Wage adjustment
Abaqeshi jikelele kweli lizwe bayabongozwa ukuba baziqhelanise nemiqathango emayela nowona mvuzo mncinci wamkelekileyo, ukuze baqinisekisa ukuba bayayithobela…
trufm Current AffairsNEWS REVIEW - HIV prevalence in South Africa and the impact of non-funding by the US government on eradicating this disease
Ilizwe loMzantsi Afrika linelona nani liphezulu kwihlabathi labantu abaphila nentsholongwane kagawulayo, nalapho kuqikelelwa ukuba bakwisibhozo sezigidi (8…
trufm Current AffairsINTERCHANGE - Promotion of literacy and storytelling in home languages
Njengelinge lokuphakamisa ukukwazi ukufunda nokubalisa amabali ngeelwimi zeenkobe, iSebe lemfundo esisiseko, ngokubambisana neNational Education Collaboration…
trufm Current AffairsSTI/Condom Week
Ukusukela izolo, kubhiyozelwa iveki ejongene nezifo ezosulela ngokwabelana ngesondo, iSTI/Condom Week, nezakuqhuba de kube ngomhla wamashumi amabini ananye…
trufm Current AffairsTRUNEWS @6 BLIND RADIO DAY
Ihlabathi namhlanje libhiyozela usuku lokunika ingqwalasela kusasazo lukanomathotholo, iWorld Radio Day. Olu suku kulo nyaka lubhiyozelwa phantsi komxholo…
trufm Current AffairsALTERNATIVE PROPOSAL TO NHI
Indibanisela yemibutho yezempilo neyaziwa njenge Universal Healthcare Access Coalition, ithe thaca isiphakamiso sayo ethi sesona sichanekileyo esizakufezekisa…
trufm Current AffairsTRUNEWS @6 - Three suspects appear in court for Emaan Fatima Ghumman kidnapping.
Abarhanelwa abathathu ababanjwe malunga nokuxhwilwa komntwana oneminyaka elithoba, eMonti , uEmaan Fatima Ghumman, bavele kwinkundla kamantyi yase Monti eMpuma…
trufm Current AffairsTEEN SUICIDE PREVENTION WEEK
Isebe lezemfundo kuzwelonke liphawula iveki echasene nokuzibulala kwabantwana, ukususela ngomhla we 9 uyakutsho kwi 16 yalenyanga, phantsi komxholo othi " Your…
trufm Current Affairs11 02 2025 EC UNNIVERSITY
Iveki yokuqala yenkqubo yokufunda ka 2025 kumaziko efundo ephakamileyo eMpuma Koloni, iUniversity of Fort Hare kunye neWalter Sisulu University, ibijongene…
trufm Current AffairsSOUTH AFRICAN POST OFFICE TO SHUTDOWN BY MONTH END
Imanyano yabasebenzi iCommunications Workers Union ikhuphe isilumkiso sokuba aphezulu amathuba okuba ivalwe iposi yoMzantsi Afrika ingaphelanga le nyanga…
trufm Current Affairs10 02 2025 PKG PIT TOILETS
: Ikomishoni yamalungelo oluntu ithi izindlu zangasese ezingagungxulwayo neziphuculiweyo eMpuma Koloni, zisakhala ngaphantsi kwezidingo zokhuseleko, nto leyo…
trufm Current AffairsGovernment of South Africa has noted the Executive Order issued by the US President, Trump
Urhulumente woMzantsi Afrika uthi iyaxhalabisa into yokuba isizathu sika mongameli waseMelika, uDonald Trump sokuphelisa inkxaso kwelilizwe, asinasihlahla…
trufm Current AffairsNEWS REVIEW - Rethinking Higher Education
Amaziko emfundo ephakamileyo kwilizwe loMzantsi Afrika ajamelene nemingeni emandla, nequka iingxaki ekwamkelweni kwabafundi, xa kuthelekiswa nezicelo zabo…
trufm Current AffairsINTERCHANGE MPC SCHOOLS
IBhanka enguvimba yeloMzantsi Afrika, ibambisene nesebe lezemfundo esisiseko kunye neBhodi yeeMviwo eziZimeleyo (i-IEB), ibhengeze iphulo lezikolo lekomiti…
trufm Current Affairs07 02 2025 SONA REAX ANALYSIS
Yamkelwe ngezimvo ezahlukileyo intetho kamongameli uCyril Ramaphosa engobume besizwe, ayenze ngokuhlwa kwayizolo. Le ntetho nebiyeyokuqala kulawulo lwesixhenxe…
trufm Current AffairsSONA PREVIEW
Uhlumo loqoqosho nokudalwa kwemisebenzi yeminye yemiba ephambili ekulindeleke ukuba umongameli Cyril Ramaphosa athethe ngayo kwintetho yakhe engobume besizwe…
trufm Current AffairsROBOTICS-DBE launches two new labs in Motherwell, Gqeberha.
Usekela-mphathiswa wemfundo esisiseko, uGqirha Regina Mhaule, ukugxininisisile ukuzibophelela kukarhulumente ekuxhobiseni abafundi kwizikolo zikarhulumente…
trufm Current AffairsEastern Cape Health Department marks Pregnancy Awareness Week
Isebe lezempilo eMpuma Koloni liphawula iveki yokwazisa uluntu ngokukhulelwa kwabantwana nanjengoko liqhubeka lisanda inani labantwana abakhulelwayo…
trufm Current AffairsTRUNEWS @6 MASHATILE
Usekela-mongameli uPaul Mashatile, uqinisekise uluntu loMzantsi Afrika ngokuqulathwe kumthetho ongqamene nokoxuthwa komhlaba kubaniniwo, khon' ukuze…
trufm Current AffairsSEX OFFENDERS LIST MADE PUBLIC
Umphathiswa wesebe lezobulungisa nophuhliso lomgaqo siseko, uMmamoloko Kubayi, ubhengeze ukuba abemi boMzantsi Afrika bazakukwazi ukubona uluhlu lwabantu…
trufm Current AffairsDRC vs RSA
Unpacking DRC conflict with Public and international affairs researcher Advocate Sipho Mantula and political analyst, Dr Mkhuseli.
trufm Current Affairs03 02 2025 TRUMP ANALYSIS
UMongameli waseMelika uDonald Trump, utyhola iinkokheli zo Mzantsi Afrika ngokwenza ububi obufana nokupasisa imigaqo -nkqubo yokuthathwa komhlaba ngaphandle…
trufm Current AffairsHEALTH FACILITY CABLE THEFT
Kuchaphazeleke amaziko amathandathu ezempilo eKariega ngenxa yokubiwa kweentambo zombane, ntoleyo echaphazele iinkonzo ezisiwa eluntwini. Ezintambo zombane…
trufm Current AffairsRULING ON THE SOCIAL RELIEF GRANT
INkundla ePhakamileyo yasePitoli igwebe ukuba eminye yemigaqonkqubo enxulumene nesibonelelo sikarhulumente sabo bangaphangeliyo ayikho mthethweni. Le nkundla…
trufm Current AffairsJUDGES CODE OF CONDUCT
Inkqubo yophando ngakwizityholo zesincwaso ezityatyekwa ijaji eyongameleyo eMpuma Koloni, uSelby Mbenenge, iphinde yavuselela iingxoxo ngendlela yokuziphatha…
trufm Current AffairsBOSA 30% pass rate
Inkokheli yombutho iBuild One South Africa, iBOSA uMmusi Maimane, imemelela kurhulumente ukuba aphelise izinga lokupasa kumngangatho ka-30%, ngelibanga ukuba…
trufm Current AffairsSexual Harrasment
Inkqubo yophando kwizityholo zesincwaso ngakwiJaji eyongamele iinkundla zaseMpuma Koloni uSelby Mbenenge, ivuselele iingxoxo ngeziganeko zesincwaso…