skinny.

Latest / trufm Current Affairs

TRUNEWS @6 SOBUKWE

Nanjengoko sele iyiminyaka engamashumi amane anesixhenxe walishiyayo eli uRobert Sobukwe, iDyunivesiti iNelson Mandela ihlabe ikhwelo lokuba iinkokheli zilandele ekhondweni lakhe, kwaye zibe lilizwi lenyaniso kwabo bahlelelekileyo, noninzi lwabo ingabantu abanyama. Unjingalwazi Simphiwe Sesanti uyibalule indima enkulu eyadlalwa nguSobukwe ekunikeni iPan Africanism ithuba, nto leyo eyavumela iinkokheli ezimnyama ukuba zikwazi ukuvakalisa ukuchasa kwazo urhulumente wocalucalulo. UNjingalwazi Sesanti ukutsho oku kwintetho yakhe kule Dyunivesiti, nesihloko sayo sithi " Re-imagining the legacy of…

The skinny

The skinny isn't ready yet — notes appear once the transcript is processed.