skinny.

Latest / trufm Current Affairs

NEWS REVIEW - HIV prevalence in South Africa and the impact of non-funding by the US government on eradicating this disease

Ilizwe loMzantsi Afrika linelona nani liphezulu kwihlabathi labantu abaphila nentsholongwane kagawulayo, nalapho kuqikelelwa ukuba bakwisibhozo sezigidi (8 million) abantu kweli lizwe abaphila nale ntsholongwane. Kutshanje, umongameli waseMelika, uDonald Trump, ubhengeze ezokuba uyasinqumamisa isicwangciso sesibonelelo sexesha elingxamisekileyo somongameli wela lizwe esenzelwe ukujongana nesifo ugawulayo, iPEPFAR ngamafuphi. Le nkqubo izixhamlisa kakhulu iinkqubo zikagawulayo zeloMzantsi Afrika, kuquka amachiza ee-ARVs. Sithethanje, baqikelelwa kwishumi elinesihlanu lamawaka (15 000)…

The skinny

The skinny isn't ready yet — notes appear once the transcript is processed.