skinny.

Latest / trufm Current Affairs

INTERCHANGE - An initiave to support local livestock farmers in the Amahlathi Local Municipality

Umlimi oqeqeshwe kwiYunivesithi yaseNelson Mandela eMpuma Koloni, uzakuvula iziko lokuqala elizakuba namayeza okukhathalela imfuyo, nelidingeka ngamandla kwidolophana yakuQoboqobo. UBathandwa Ntshingwa ukwiphulo lokunceda amafama asakhasayo emfuyo kumasipala waseAmahlathi ngokuthi eze neliziko lizakugxila kunyango lwemfuyo kuQoboqobo. UNtshingwa ungene kwicandelo apho banqabileyo abantu abantsundu abasebenza ngonyango lwemfuyo eMpuma Koloni. Ingingqi yakuQoboqobo izele ngamafama amancinane kwezolimo nokufuya, neyinto ebangela kubaluleke ukuba libekhona iziko elibonelela ngamayeza onyango…

The skinny

The skinny isn't ready yet — notes appear once the transcript is processed.