Latest / iBrakfesi Eyondlayo Ekuseni

BEE-INGCEBISO NGEZIMISEBENZI-18 JUNE 2026
UMalathisi Qamngana uphendula imbalelwano yomphulaphuli ethi, "Ndicela ukubuza xa ufake isick note, ingaba uHR uyakwazi ukwenza uphando emva kwenyanga? Ngoba sebebize abantu inoba abayi10 abebefake amaphepha ngo April, futhi abazange basixelele ngo gqirha bangabafuniyo.
Kuqashwe umntu wakwa HR omtsha emsebenzini, ngoku nguye lo wenza lento. Ngaphambili, besikade sisisa noba leliphi phepha sibhatalwe. Ngoku sibizelwa hearing sixelelwa ngo gqirha bangekho registered".
Zivele impendulo ithini ngokumamela.
The skinny
The skinny isn't ready yet — notes appear once the transcript is processed.