skinny.

Latest / trufm Current Affairs

Child Protection Week shines a spotlight on boys as victims of sexual violence

Iveki esiyiqukumbelayo ibiphawula ukhuseleko lwabantwana, iChild Protection Week. Phakathi kwezinye izinto ezithe zanikwa ingqwalasela kukuxhatshazwa kwamakhwenkwe ngokwesondo. Uphando olwenziwe nguGqirha Neziswa Titi nophuma kwiziko-mfundo i-University of Cape Town lubonisa ukuba kusenzima amakhwenkwe athethe ngokuphandle ngeziganeko zoxhatshazo xa zithe zabehlela kuba bengafuni ukubonwa njengabantu ababhetye-bhetye okanye bangabonakali njengamadoda. Olu phando lukwaphakamisa ukuba ukuvunyelwa kokukhuselwa kwamalungelo abantwana bonke nokuqinisekisa uphuhliso lwabo kwiindawo abakhulela kuzo…

The skinny

The skinny isn't ready yet — notes appear once the transcript is processed.