skinny.

Latest / trufm Current Affairs

NEWS REVIEW - We make sense of the VAT increase reversal announced by Treasury

Kwiveki esiphuma kuyo, umphathiswa wemicimbi yezemali, uEnoch Godongwana, ubhengeze iindaba zokurhoxiswa kwesigqibo sokwenyusa irhafu yentengo, iVAT, nebekulindeleke ukuba similiselwa ngomhla wokuqala kwinyanga ezayo. Lo mba wokwenyuswa kwe-VAT uye wadala iintetha, kwaye wawushukumisa kakhulu urhulumente wobumbano, iGNU, bambi bawubona nje ngongahle uphasalake ngenxa yokungaboni ngasonye kwamalungu eGNU ngalo mba. Ingaba ukurhoxiswa kokwenyuswa kweVAT kuthetha ukuthini, kwaye ingubani onokuzingomb' isifuba nje ngoze nolu loyiso? Ukuxoxa banzi ngalo mba, emnxebeni uAyabonga Kekana uhleli…

The skinny

The skinny isn't ready yet — notes appear once the transcript is processed.