skinny.

Latest / trufm Current Affairs

WORLD SCLEROSIS DAY

Thousands of South Africans Living with Multiple Sclerosis Still Face Delays in Diagnosis, Support and Care. . Ngamawakawaka abantu abaphila nesi sifo eMzantsi Afrika, nabasajongene nolibaziseko ekufunyanisweni kwaso, ukufumana inkxaso nenkathalo. Esi sesinye sezifo ezinganyangekiyo (chronic), kodwa uninzi olunalwazi ngaso, kwaye sisifo esingaqondwa ncam kweli lizwe. Kungoko abezempilo, amatsha-ntliziyo kwanabo baphila nesi sifo bememelela ekubeni kwenziwe iphulo lokuxhobisa, ukufunyaniswa kwangethuba kwaso (early diagnosis) kwakunye neenkqubo zexesha elide zokunika inkxaso kwabo…

The skinny

The skinny isn't ready yet — notes appear once the transcript is processed.