skinny.

Latest / trufm Current Affairs

NEWS REVIEW - Disability inclusivity

NgeyoMnga kunyaka ka-2014, owayesakuba ngumphathiswa wezemfundo, uAngie Motshekga, wapasisa umgaqo-nkqubo ogxile ekuhloleni, ekuphawuleni, ekuvavanyeni nasekuxhaseni abafundi bonke beloMzantsi Afrika. Iinjongo zoku ikukuqinisekisa ukuba bonke abantwana abakwiminyaka yokuhamba isikolo, nabahlangabezana nemingeni ekubeni bakwazi ukufunda, kuquka abo baphila nokhubazeko, bakwazi ukufikelela kwimfundo ebandakanyayo, esemgangathweni, esimahla, nelinganayo kumabanga abasaqalayo ukuya kumabanga aphakamileyo. Lo mgaqo-nkqubo ukwajoliswe ekuqinisekiseni umakulinganwe kumanyathelo okuphawula…

The skinny

The skinny isn't ready yet — notes appear once the transcript is processed.