skinny.

Latest / iBrakfesi Eyondlayo Ekuseni

BEE-INGCEBISO NGEMISEBENZI-07 OCTOBER 2026

Malathisi Qamngana uphendula imbalelwano yomphulaphuli nethi, "ndisebenze kwinkampani yezokhuseleko iminyaka esixhenxe, kodwa ngoku ndiyekile emsebenzini. Umqeshi wam akafuni ukundinika imali yam ye-provident fund. Eyona nto indixakayo kukuba akayifaki nakwi-provident fund, kwaye asazi ukuba uyisa phi le mali. Lo mqeshi waziwa kwiindawo ezininzi.

Ndicela ukubuza ukuba ingaba ikhona indlela endinokuyilandela ukuze ndikwazi ukufumana imali yam, kuba ndisebenze nzima iminyaka esixhenxe.

Ndingalufumana phi uncedo kule ngxaki?"

Log in to save or queue this episode.

The skinny

The skinny isn't ready yet — notes appear once the transcript is processed.