skinny.

Latest / trufm Current Affairs

The annual review of South Africa's Constitution

Minyaka le, uMzantsi Afrika uye uqhube inkqubo yophononongo okanye uhlaziyo lomgaqo-siseko. Lo msebenzi wenziwa yikomiti ethwaliswe uxanduva yiPalamente ukuba iqhube iinkqubo zokuphulaphula kuluntu izinto abafuna ziqiniswe okanye zitshintshwe kumgaqo-siseko weli. Ezi nkqubo zikwanika ithuba abantu ukuba bafake iziphakamiso zoko zafuna kulungiswe kumgaqo-siseko weli. Kwiminyaka edlulileyo sibone iziphakamiso ezimemelela ukubuyiswa kwesigwebo sentambo, ukuba uluntu luvotele umongameli ngokwalo, bangavoteli imibutho, nokuhlenga-hlengiswa kwesolotya u-Section 25 olawula ulawulo lwezakhiwo…

The skinny

The skinny isn't ready yet — notes appear once the transcript is processed.