skinny.

Latest / trufm Current Affairs

12 01 2025 NEWS REVIEW JAN 8

Iqela i ANC kufuneka lizihlaziye lona ngokunokwalo ngaphakathi okanye lijongane nomngcipheko wokutshabalala. La ngamazwi omongameli weli qela uCyril Ramaphosa xeshikweni ewisa intetho yekomiti yesigqeba esiphezulu - i January 8 statement kumabala i Mandela Park eKhayelitsha eKapa izolo. Lo msitho nobanjwa rhoqo ngonyaka, uza kanye xa eli qela liphulukene neevoti kunyulo jikelele lwanyakenye okokuqala kwiminyaka engamashumi amathathu. Ukanti uRamaphosa ukholelwa ukuba i ANC ingazibuyisa ezi voti ngokuthi izibhence kwakunye nomanyano. Uvule intetho yakhe ngokukhwel'ezehlela kwiqela i Democratic…

The skinny

The skinny isn't ready yet — notes appear once the transcript is processed.