skinny.

Latest / trufm Current Affairs

30 MINUTES LIVE - We analyse the meeting between Presidents, Cyril Ramaphosa of SA and Donald Trump of the USA

Umongameli Cyril Ramaphosa uxelele umongameli waseMelika uDonald Trump ngethuba lendibano noonondaba eWhite House, ukuba akuhlaselwa kubulawe abantu abamhlophe ngobuninzi eMzantsi Afrika. Ezinkokheli zithethe noonondaba ngaphambili kokubamba iingxoxo zabucala eWhite House. Abathunywa boMzantsi Afrika baquka abaphathiswa, oosomashishi, iimanyano zabasebenzi nabadlali begalufa abaziwayo. Umongameli Ramaphosa uthi ulwaphulomthetho eMzantsi Afrika luchaphazela zonke iintlanga. Oku kuza nanjengoko kuthe tshitshilili ulwazi olungeyonyani ngoMzantsi Afrika eMelika, lokuba kubulawa amafama amhlophe…

The skinny

The skinny isn't ready yet — notes appear once the transcript is processed.