skinny.

Latest / trufm Current Affairs

Discerning misinformation on social media

Amakhasi onxibelelwano aye anconywe ngokudiza izenzo zolwaphulo mthetho ezenzeka ekuhlaleni, kwaye abenefuthe elikhulu ekufakeni uxinzelelo kwabasemagunyeni ukuba bathathe amanyathelo ngakwezizenzo. Nangona kunjalo, aye aphinde agxekwe ngokubanefuthe ekusasazeni iinkcukacha ezingachanekanga neziye zimanyelwe kakhulu luluntu kunoko kuthethwa ngabasemagunyeni. Esinye seziganeko amakhasi onxibelelwano athe adlala indima encomekayo ukusipapasha ukuze kuthathwe amanyathelo, lityala lomntwana oneminyaka esixhenxe ubudala ekutyholwa ukuba wadlwengulwa ngethuba esesikolweni eMatatiele. Kodwa kubekho…

The skinny

The skinny isn't ready yet — notes appear once the transcript is processed.