skinny.

Latest / trufm Current Affairs

The challenge of overcrowding in SA prisons

Amaziko oluleko elizwe loMzantsi Afrika agcwele ngokumangalisayo, nto leyo ebangela ukuba amabanjwa ahlale kwiimeko ekunzima ukuphila phantsi kwazo, nezinefuthe elibi nakumagosa ezoluleko okanye amadindala ezintolongweni. Ngokweengxelo, lixhome kakhulu inani lamabanjwa asalindele ukuchotshelwa kwamatyala awo, nagcinwe kula maziko. Iintolongo zeli zineebhedi ezibalelwa kwi 105 000, ngeli lixa amabanjwa wona ebalelwa kwi 156 000. Loo not ithethe ukuba uMzantsi Afrika unamabanjwa aku 50 000 angenazibhedi kumaziko oluleko eli. Ngethuba ephendula imibuzo epalamente, umphathiswa weenkonzo zoluleko…

The skinny

The skinny isn't ready yet — notes appear once the transcript is processed.