skinny.

Latest / trufm Current Affairs

NEWS REVIEW - Growing use of AI among school learners and its potential impact on their critical thinking and cognitive development

Uphando lwakutshanje lubonisa ukuba bangaphezulu kwe-60% abantwana besikolo abasebenzisa inkqubo yekhompyutha ebizwa iArtificial Intelligence, i-AI ngamafuphi, uninzi lwabo besebenzisa le AI kwimisebenzi yabo yesikolo, ukusuka kuphando ukuya ekusombululeni iingxaki zezibalo. Ingaba oku kuthetha ntoni ngesakhono sokucinga nzulu nakuphuhliso lwengqondo yabantwana? Ingaba i-AI iyanceda ekufundeni okanye iyawadodobalisa amandla okucinga ngokuzimeleyo? Ukusabela banzi, emnxebeni uAyabonga Kekana ubambe ingcali kwimiba engqamene nezobuchwepheshe uChuma Memela, kunye noyigcali kwimiba yezemfundo…

The skinny

The skinny isn't ready yet — notes appear once the transcript is processed.