skinny.

Latest / trufm Current Affairs

TRUNEWS @6 - Government plans new measures to tackle illegal immigration

Ngethuba ethetha nesizwe izolo, uMongameli Cyril Ramaphosa ubhengeze ukuba urhulumente uqinisa iinzame zokubuyisela ucwangco kwinkqubo ejongene nokufika kwabantu kweli loMzantsi Afrika. UMongameli ubhengeze uthotho lweenkqubo zongenelelo ezijoliswe ekuqiniseni ulawulo lwemida, ukuqinisa unyanzeliso lomthetho kunye nokuphucula iinkqubo zeSebe lezeKhaya. Amanyathelo aquka ukusetyenziswa okuphuculweyo kweenkqubo zeBiometrics, iinkqubo zokugoduswa kwabantu ngokukhawuleza kunye namanyathelo ekufuneka ethathiwe ngakwabo baqeshe abemi bangaphandla abangenamaphepha asemthethweni. Ukuncokola ngezi…

The skinny

The skinny isn't ready yet — notes appear once the transcript is processed.