Latest / trufm Current Affairs

NEWS REVIEW - We discuss the National Disability Rights Awareness Month
Umhla wesithathu kweyeNkanga, ukuyakuthi ga kowesithathu kweyoMnga, qho ngonyaka, uMzantsi Afrika uphawula inyanga ebekelwe bucala ukunika ingqwalasela, nokubhiyozela amalungelo abantu abanokhubazeko, i-Disability Rights Awareness Month ngolwasemzini. Ukhubazeko lwenzeka esazalwa umntwana, kodwa ngamanye amaxesha umntu ulufumana ngexa esakhula, okanye ekukhuleni kwakhe. Le nyanga ke inika ithuba kuthi sonke ukuba sisuse imiqobo ebangela ukuba abantu abanokhubazeko bangawangcamli ngokupheleleyo amalungelo abo, kuquka nokuphucula ubomi babo, ngokuthi kuthatyathwe amanyathelo angawo. Urhulumente…
The skinny
The skinny isn't ready yet — notes appear once the transcript is processed.