skinny.

Latest / trufm Current Affairs

SARS to come down on non tax paying influencers

Abenkonzo yerhafu yoMzantsi Afrika (SARS), bamemelela ukuba balungise imicimbi yabo yerhafu bonke abo bazibiza okanye baziwa njengoOsaziwayo kumaqonga onxibelelwano (influencers), nanjengoko u SARS ephengulula ingeniso eyenziwa ngobuchwepheshe be online, nethi ingachazwa kule nkonzo. U SARS ukwiphulo lokuqokelela imali engange R513 billion kwirhafu engahlawulwanga, kwaye uzimisele ukufika kumda owamiselwa ngumphathiswa wezimali wokuqokelela ngapha kweebhiliyoni eziliwaka namakhulu asibhozo eerandi, kunyaka mali u 2024/25. Uninzi lwezi influencers azinalwazi lokuba kumele zihlawule irhafu…

The skinny

The skinny isn't ready yet — notes appear once the transcript is processed.