Latest / trufm Current Affairs

05 01 2025 NEWS REVIEW
Nanjengoko sele lisemnyango ixesha lokuvulwa kwezikolo kunyaka u 2025, isebe lezemfundo esisiseko kwiphondo leMpuma Koloni kulindeleke ukuba liqhube umsebenzi wokuphendla ukukulungela kwezikolo ukufunda nokufundisa, nalapho ngokwesiqhelo lisithi ekuqaleni konyaka ngamnye linikezele inkxaso edingwa zizikolo, liqaphela nemingeni engathi ibenefuthe elibi kwinkqubo yokufunda nokufundisa. Ukanti mkhulu umqela osele uhanjiwe eminyakeni ukuqinisekisa ukuba zonke izikolo zikulungele ukufunda nokufundisa zisuka nje ngosuku lokuqala zivulwa izikolo. Ukanti ke akubi njalo kuzo zonke izikolo ingakumbi…
The skinny
The skinny isn't ready yet — notes appear once the transcript is processed.