Latest / trufm Current Affairs

09 12 2024 EC CORRUPTION LIVE
Urhulumente wase Mpuma Koloni namhlanje uqaphela usuku oluchasene nobuqhophololo. Lo msitho nobanjelwe kwilokishi yaKwaZakhele eGqeberha kumasipala ombaxa iNelson Mandela kulo nyaka, uphawula inyathelo elibalulekileyo lokwazisa nokuba kukhuthazwe abantu ukuba babuchase ubuqhophololo. Iphondo lidize ukuba urhulumente ukwazile ukucutha izenzo zobuqhophololo obenziwa ngabasebenzi baseburhulumenteni kule minyaka mine igqithileyo, susela ukusungulwa kwamaphulo ezicwangciso zokuthintela nokulwa ubuqhophololo norhwaphilizo( i-Provincial Anti-Corruption Action Plan ne- Provincial Fraud Prevention…
The skinny
The skinny isn't ready yet — notes appear once the transcript is processed.