skinny.

Latest / trufm Current Affairs

01 12 2024 NEWS REVIEW-WORLD AIDS DAY

Namhlanje usuku lokuqala kwinyanga yoMnga ihlabathi jikelele liqaphela usuku lwesifo sikagawulayo ngesimemelelo sokuba kubekho umanyano ekulweni intsholongwana kagawulayo. Umxholo wesizwe wulo nyaka othi "Equal Rights, Equal Care" uhlaba ikhwelo kwiinkokheli nabemi beli lizwe ukuba bakubeke phambili ukubaluleka kwamalungelo kwezempilo ngokuqubisana nokungalingani nto leyo ibangela ukuba kungabikho nkqubela kumlo nesifo sikagawulayo. Babetha kwizigidi ezisibhozo abantu abaphila nentsholongwane kagawulayo kweli kwaye kwelinani bangaphezulwana kwezigidi ezintandathu abantu abafumana amachiza…

The skinny

The skinny isn't ready yet — notes appear once the transcript is processed.