Latest / trufm Current Affairs

TRUNEWS @6 - No Israel political party that gained parliamentary majority
Sele kubalwe ngaphezulu kwe-97 percent yeziphumo zonyulo zelizwe lakwaSirayeli, nobelubanjwe ngoLwesibini waleveki. Ezo sele zibaliwe zibonakalisa ukuba umbutho wenkulu mbuso yelalizwe uBenjamin Netanyahu kwakunye nalowo uphikisayo uGadi Eisenkot, ayifumenanga sininzi sevoti epalamente. Umbutho kaNetanyahu ufumene izihlalo ezingamashumi amahlanu anesithathu ngelithuba izihlalo ezingamashumi amane anesibhozo ziphunyelelwe yimibutho ephikisayo. Ukuze ungene epalamente njengombutho olawulayo, kufuneka ufumane izihlalo ezingamashumi amathandathu ananye. Ingaba oku kuzakulibeka phi ilizwe…
The skinny
The skinny isn't ready yet — notes appear once the transcript is processed.