Latest / trufm Current Affairs

Mthatha Flood victims resettled
Ilungu lesigqeba esiphezulu kwisebe lorhulumento ngobambiswano, iCogta, uZolile Williams uqinisekise amaxhoba ezikhukhula zaseMthatha ukuba urhulumente uzakufudusa iintsapho ezingasenamakhaya kumhlaba omtsha ochongiweyo, ze kuvuselelwe namakhaya onakaliseke kancinci. Longeziwe nexesha lokuhlala kwabo bangenamakhaya kwindawo yokuhla eyi B&B ngeentsuku ezilishumi elinesihlanu. UWilliams utyelele eMthatha ukuyakuqwasela inkqubela kwiinzame zabo zongenelelo emva kwezikhukhula eziye zashiya umonakalo nezisube imiphefumlo yabantu abalikhulu elinambini kweliphondo. UNkululeko Nyembezi usenzele le…
The skinny
The skinny isn't ready yet — notes appear once the transcript is processed.