Latest / trufm Current Affairs

ANC chastises NEC members and Malema u turns on foreigh nationals
I-ANC ithi amalungu amabini ekomiti yesigqeba solawulo seli qela uGqirha Malusi Gigaba kunye noSenzo Mchunu, azakuvela phambi kwekomiti yoluleko, baphendule ngeentetha abazenze esidlangalaleni. Oku kuza emva kokuba uGigaba ebange ngelithi i-ANC iyabhampula kwaye yoyisakele ukufezekisa izinto ezithile. UMchunu yena ulumkise ngelithi eli qela lisecicini lokutshabalala. Isithethi se ANC kuzwelonke uMahlengi- Bhengu-Motsiri, sithi eliqela liyayigxeka indlela esiziphethe ngayo esi sibini. Ukanti, kwelinye icala, inkokheli ye-EFF uJulius Malema ithi abemi bamazwe angaphandle mabafune imisebenzi…
The skinny
The skinny isn't ready yet — notes appear once the transcript is processed.