Latest / trufm Current Affairs

Schoolgirl takes own life following EC floods trauma
Intlekele yezikhukhula eyachaphazela imimandla eyohlukileyo eMpuma Koloni kuquka naseMthatha, isaqhubeka ubalinxeba elinzulu kwabo bathi bachaphazeleka. Kukho neengxelo zokuba kukho intwazana ethathe ubomi bayo ngenxa yokungakwazi ukumelana nentlungu yokubhujelwa ngunina nomnakwayo kwezizikhukhula. Bangapha kwekhulu abantu abathe basweleka, ngexesha iintsapho ezinintsi ziphulukene namakhaya kulandela ezizikhukhula, kwaye urhulumente uyaqhubeka ukuncedisana nezintsapho noba kufunyanwe umhlaba apho kungakhiwa khona. Ukuva banzi ngenxaso neenkonzo ezisanikezelwa kwezintsapho, sinaye emnxebeni…
The skinny
The skinny isn't ready yet — notes appear once the transcript is processed.