Latest / trufm Current Affairs

TRUNEWS @6- SAFDA calls for a regulated seasonal worker programme for foreign immigrants
Umbutho wophuhliso lwamafama oMzantsi Afrika, iSAFDA ngamafuphi, umemelela urhulumente ukuba apasise umgaqo okanye umthetho ovumela ukuqeshwa kwabemi bamazwe we-SADC ngexesha likaxakeka okanye ngamaxesha wokuvuna. Oku kuza nanjengoko lo mbutho ujamelene nomngeni wokungabi nabasebenzi kwiifama zeli emva kwemfuduko yabemi bamazwe angaphandle, abashiye eli bebuyela kumazwe abo, kulandela imigushuzo enxamnye nokubakho kwabantu bamazwe angaphandle abangenamaphepha okuba kweli ngokusemthethweni. Bangaphaya kwe-72 000 abemi bamazwe angaphandle abasele befuduselwe kumazwe abo okuzalwa, beshiya…
The skinny
The skinny isn't ready yet — notes appear once the transcript is processed.