skinny.

Latest / trufm Current Affairs

TRUNEWS @6 - What is the local government sphere and is it so important to people? #LGE26

Isigaba sorhulumento loomasipala sesona sisondele kakhulu kuluntu, xa kuthelekiswa nezinye izigaba zorhulumento kwiphondo nakuzwelonke. Sisigaba esibonwa sinemigaqo-nkqubo yolawulo emininzi kwibhunga, kurhulumento loomasipala, kuquka neenkqubo zokusiwa kweenkonzo eluntwini. Unyulo loorhulumente basemakhaya kulo nyaka alukhangeli kuphela iinkokheli ezizakumela iimfuno zoluntu ebhungeni loomasipala, kodwa ludinga iinkokheli ezinolwazi ngokusebenza kwesi sigaba sorhulumento. Ukusicacisela banzi ngesi sigaba sorhulumento, kunye nokubaluleka kokukhethwa kweenkokheli kuso, uAmanda Xhala uncokole…

The skinny

The skinny isn't ready yet — notes appear once the transcript is processed.