Latest / trufm Current Affairs

NEWS REVIEW - The Eastern Cape ANC PTT's induction received mixed reactions from party members
Iqoqo lolawulo kwi-ANC lichithe isikhokelo salo mbutho kwiphondo iMpuma Koloni, emva kokuba ixesha labo lolawulo lifikelele esiphelweni apha ku-May. Bekulindeleke ukuba isikhokelo salo mbutho esitsha ephondweni sonyolwe kwinkomfa yango-March kuGompo, kodwa lo nkomfa yamiswa sisithintelo sethutyana senkundla, nalapho amalungu athile aya enkundleni efuna ukuba kumiswe le nkomfa, de kuqosheliswe imiba echaphazela amasebe anabathunywa ababeza kuzimasa le nkomfa. Eyokugqibela inkomfa yachopha ngo-May ka-2022. NgoLwesine weveki ephelileyo, unobhala-jikelele we-ANC uFikile Mbalula, ngokuthunywa…
The skinny
The skinny isn't ready yet — notes appear once the transcript is processed.