Latest / trufm Current Affairs

NEWS REVIEW - EC Winter Initiation Season
Sele eqalile amakhwenkwe ukuya esuthwini kwimimandla eyahlukileyo yephondo iMpuma Koloni. Unyaka nonyaka, abo bakhokelayo kwisiko lolwaluko balungisa kangangoko, ngelokuqinisekisa ukuba eli siko lihamba ngendlela kwaye amakhwenkwe aya ephila esikweni, abuye esaphila. Noko kunjalo, nangona zikhona ezi nzame, amakhwenkwe asaqhuba ephulukana nobomi okanye nobudoda bawo ngenxa yokuba enomnqweno wokuba ngamadoda. Kwinkqubo-ndaba yakho namhlanje sithe makhe sishukuxe lo mba, khe sijonge nokungenziwa ukulondoloza ubomi bamakhwenkwe eli lizwe, nalikamva leli. Ukuxoxa banzi ngalo mba, emnxebeni…
The skinny
The skinny isn't ready yet — notes appear once the transcript is processed.