Latest / trufm Current Affairs

LIQOUR BOARD ACT
Kuvulwe idokhethi lophando phantsi komthetho iContravention of the National Liquor Act 59 yonyaka ka-2003, kulandela ushicilelo oluye lwathi ndii kumakhasi onxibelelwano nalapho lubonisa abantwana bethe qhiwu iibhotile zotywala, bambi bezisela. Aba bantwana kukholeleka ukuba baphakathi kweminyaka emithathandu nelishumi elinambini ubudala. Eyona nto edale isankxwe ngamandla kukuba ababantwana babonakala oku bekwenza phakathi kwabantu abadala nekungenzeka ukuba abanye ngabazali babo. Emva kwesi sankxwe umphathiswa wesebe lophuhliso loluntu eMpuma Koloni uBukiwe Fanta, uye wathumela…
The skinny
The skinny isn't ready yet — notes appear once the transcript is processed.